#108 2weeks later... Im still mourning Mishys passing but - TopicsExpress



          

#108 2weeks later... Im still mourning Mishys passing but its getting better by the day. Bonani had left for East London cause he just came for the burial. My sisters are calling me shame noko its not the same. Im getting closer each day with Onie kwaye siyalingana ngeminyaka qha yena ingathi mncinci kuba esaphethwe okomntwana kowabo kwaye ukhule ntofontofo. Im back at school kwaye Ive catched up already. URhadi akakabuyi oko wayehambile kodwa ndikhe ndimve umama ethetha naye emnxebeni. My lovely munchkins are doing awesome just cant wait until they turn 3years, phofu Lutho is more excited by that more than I am. Mmm practically yonke into ihamba ngendlela uyeke nje uNic ongasafumanekiyo nasephonini, or hes avoiding me. NoZandile osisicefe gqithi kum kodwa ke Im keeping my cool njengesiqhelo. Now ndiphuma esikolweni netshomi nje wethu siya ePlaza ibisentsha ke so siyokujonga nje and Ill also get some few things for the twins. Siye saqala sajikeleza just checking out the place ukugqiba kwethu saya echeckers. Heee sithe singena ndathi tshe umntu endimaziyo lavele lwangongoza uvalo. Mna: heee yesana ingathi sh*t is about to hit a fan. Yolanda: *laughing* uthini nangoku? Mna: ewe sisi, jonga uyabona lobhuti unxibe imuscle shirt pha *ndikhomba*. Yolanda: ewe. Mna: thats my husband. Yolanda: get out! Mna: nyhani. Besime ngasemnyango sihleba isicaco wabe uLutho ethe chu nalosisi ede eqhuba itrolley tana. Yolanda: ngubani kengoku lo ahamba naye? Mna: lets go find that out! Nditsho ndingqala ngqo kubo phofu uLutho khange andibone. Yolanda: *endileqa* Asanda yhima! Ebehlebeza. Mna: ndimelentoni? Yolanda: kaloku awusavani nomyeni wakho so njani ngoku ube umbuza? Mos I had gisted her about my situation with my husband. Mna: uyabo kele undixelela yona andinaxesha layo. Ndiyeke ndiye pha mfondini ngoku base kwi isle. Uye wandiyeka I took a few steps ndabe sendifikile. Mna: *tapping his shoulder* Lutho. Uye wajika ephole kakhulu for my liking, I thought hed be shocked abhude nokubhuda. Lutho: bhabha. Ayindothusi kele kabhabha kuba waqhela ukundibiza njalo uLutho wayesitsho nangoku wayedyola noZandile. Mna: *ndisinekile* hey uright? Bendigxeleshe letrolley kengoku ndifuna ukubona kukhona ntoni. Lutho: ndisharp wena? Mna: nam. Sathula Im sure ebendibona ndinombuzo apha emehlweni am. Lutho: bhabha this is my colleague uSis Ereth. Xandimqwalasela ndabona hayi shame mdala losisi noko uLutho akanoba nguben 10. Sisi nguLinathi lo umfazi wam phofu sowumazi kwiipictures. Wancuma kwavela igold teeth ebemhle shame. SisEreth: hey nana unjani? She said giving me her hand. Mna: ndiyaphila wena sisi? SisEreth: nam sisi. We shook hands. Yenke mandisele ndinishiya keLutho Im sure you nolonger need my help now since selekhona umfazi. Mna: oh no sisi singahambani sonke akukho ngxaki. I think I liked her already ndabe ndineentloni ngalento bendicinga ndizokoxutha umyeni wam kuye. Yolanda cleared her throat so I had no choice but to introduce her. After that introduction sathenga sonke, ibiyigrossary nezinto zabantwana. He paid then sayokutya sonke. Id often catch Yolanda looking at Lutho ngendlela endingayithandiyo ndiqonde heee le ndakuyenzela inkawu ngenja apha kuLutho. Kaloku ndisamqwaytile utata wabantwana bam tshini;). We finished everything then went our separate ways ndashiyeka noLutho wabe endigodusa. Lutho: is that your new friend? Mna: not really, we just talk since were attending same lectures why? Lutho: I personally dont like her. Mna: is it? Why? Lutho: she asked for my number whilst you and sisEreth were ordering food for us. Andonyanya qha ndazibamba. Mna: mmm wena wathini? Lutho: ndithe angandiqheli kakubi mna. Mna: hope utsho lonto nyhani ke. I thought to myself that explains why that cheap slut kept looking at Lutho heee. Lutho: nyhani nje bhabha. Mna: oh kaloku. Besendidikwe kwayilencoko. Lutho: dont tell me you think Id do that to you again especially with your friend. Mna: unganqandwa yintoni? Heee ndasuka ndamxoxisa uLutho as if were together phofu naye wethu ebeyi entertaina lento yam so ndasose ndaqhubeka. Lutho: hayi kengoku bhabha. Uye watsho ndimbona udanile wasuka wayekelela nezilips zikaLulutho wam. Mna: *ndiqumbile* khawundiyeke wethu. Wamisa imoto ecaleni waphuma weza kwelilam icala and made me look at him holding my both hands. Lutho: baby Ill never hurt you again trust me. I just looked at him thinking where do I start trusting him again na. Uyinto yonke kum sthandwa sam, Ill never make a mistake of hurting you again. My feelings for him just came flooding back kakade Ive never stopped loving him. I closed my eyes then exhalled. Linathi ndiyakuthanda bhabha wam kakhulu, yes Ive made mistakes but Ive learnt from them soze ndiphinde. Mna: promise? Lutho: I promise mfazi wam kwaye uzokuzibonela nawe. I looked at him straight in the eye without even blinking, thats when I saw my husband. Lo wayendithanda, lo wayethetha yedwa estratweni ndabe ndimjongenje, the one who offered me food and gave me his beanie eqala nokundibona, lo wandilinda for almost a year before sleeping with me. The one who never took advantage of the fact that i had no-one but wenza izinto ngendlela and made sure that our marriage was a success. The one who stood up for me kwaMakazi and made sure that I wasnt abused. Lo waye... Zininzi bethuna, ziye zafika zonke engqondweni yam yaphela tu inzondo ebendinayo kuLutho ndamthanda. The next thing I know we were kissing so passionately, wow after so long. It felt so good like our first kiss together. I enjoyed my hubbys lips so much that I found myself touching his body. Yho ndazinqanda kuba yena ebengandibamba-bambi I didnt want to rush things either. We broke that kiss after a lOoong time sekushushu neelips zam ngoku. He cupped my face and looked at Me. Lutho: soze ndiyeke ukuthanda bhabha wamawele am. Mmm this man had all the right words to say. I wanted so bad to tell him I love him too futhi azange ndayeka, just that my heart wouldnt let me say it. He planted a soft peck on my lips then wajikela wayokuqhuba. Apha endleleni we were holding hands emane etshintsha igear ngoku andibambileyo. Heee hayi ndiyakuxelela mna.
Posted on: Mon, 14 Jul 2014 04:02:50 +0000

Trending Topics



px; min-height:30px;"> The Department of Homeland Security is inviting comments from
Scientists have found that memories may be passed down through
3 Idiots Facebook Version........ Must Read . Aamir Khan
Just 2days!!!! Imagination Festival in Prague The Czech Republic.
Nominated by Cuizon John Rey :P 10 Facts About My CRUUSSHH!

Recently Viewed Topics




© 2015