#135 Ndiye ndaphakama ndaya ekamereni yam ndafika ndakhulula - TopicsExpress



          

#135 Ndiye ndaphakama ndaya ekamereni yam ndafika ndakhulula ndanxiba ipijama, ndalala ndinesingqala yhu undihambile lomfazi. Yho ntanga ibhanti belivakala iworse apha ezimbanjeni. Ndavuka ndaya ekitchen I took 2pain killers ndasela then ndayokulala. Ndagilana nomama epassage(ini) wandijonga nam ndamjonga ndagqitha. Ndithe xandingena ekamereni wandibiza ndajika ndaya. She held my hand saya elounge, sahlala esofeni I was looking down endijongile yena. Mama: ukhathazwa yintoni Asanda? Cwaka mna kuba bendingazazi nokuba ndihlutshwa yintoni. Thetha nam kaloku sanalwam. Mna: akhonto mama. Mama: then why are you drinking? Mna: nje mama. Mama: ayikho lonto. Ukhathazwa nguLutho? I shook my head. Kuqhubeka ntoni ke? I shrug my shoulders. Ufuna ukuba ngunontyintyi Asanda? Mna: hayi mama. Mama: ufuna ukubayintoni? Khawundixelele. Ndathula andathetha. Ingathi ngowuthetha ke sisi. Mna: andifuni ukuba yinto mama. Hayi ibiseyifile ngoku nalempendulo yam. Mama: ok yima kemna ndikuxelele into endifuna ubeyiyo. Mna Asanda ndifuna ufunde ukuzimela mntwana wam, ufunde upase uphangelele abantwana bakho aba. Ewe you have a full support system from your siblings and I kodwa ke ndifuna ubenezinto zakho mntwanam uhlale umhle unesidima. Ngendisithi ndifuna ulungise nomtshato wakho kodwa ke thats not for me to decide, its only you who knows how you feel about your husband. Kodwa ukuba Asanda awufuni ukuwulungisa hlukana noLutho, ungathi usatshatile naye ube usenza amanyala. Ayihlazi wena wedwa lonto ihlaza nam. Mntwanam Im so proud of you, youve achieved so much for your age, ndinekhaya nje kungenxayakho, unembeko sanalwam kowu andazi ndingambulela kanjani umama ngokundigcinela wena. Ndizama ukuthi sanalwam sukuvuma uphalale ngoku sowumdala nam ndikhona, ntoleyo ungazange wayivumela ungenabani umncinci. Cinga umama inoba uthini xa usenza ezizinto iworse ndikhona ndibukele? Ndiyakuthanda Asanda wam kodwa asoze ndikubukele usiya kwantshabalala tu. Gqiba ke sisi ukuba ufuna ntoni ebomini bakho ngoku singeka xabani cause if you carry on like this asoze sivane mna nawe. On that note, waphakama umama wayokulala endishiya ndikwezinde iingcinga ezi. Ndiye ndayokulala nam, futhi I instantly fell asleep. Ndazokothuswa ngooLulutho bexhuma-xhuma phezukwam. ULunathi emane endivula amehlo ngeloxesha ndilele. Mna: hayini maan nina khanehle phezukwalebhedi! Lulutho: ampizumama bhabha(uyabizwa ngumama). Mna: uphoselani nawena? Uye wehla wabaleka wayokuthi ndilele waphinda wabuya. Lulutho: *efinge iintshiya* bhabha ampizwa maani! Mna: sundi shouta kaloku utheni? I got out of bed and put on my robe ndaya kumama ebehleli esofeni enxibe kakuhle ingathi uyahamba. Mna: molo mama. Mama: molo sisi, ndiya etown ndikuphathele ntoni? Mna: andifuninto mama enkosi. Mama: ok ke ndizokubuya ngoku. Mna: ok mha. Waphakama wahamba ndasose ndahlala esofeni ndabukela ugenerations iomnibus. Mnxim ndadikwa ndayoku cleaner ekamereni yam, ndasose ndakhupha iphone yam kwi bag. I had several missed calls from Ondele. I called him he picked on the first ring. Ondele: ngane yami. Mna: hey unjani? Ondele: ngyaphila wena? Mna: nam, yho andabethwa izolo. Ondele: habe ukshaye ngempela umama? Mna: yho awazinto wena. He laughed kancinci inoba ebecinga ndiyadlala. Ondele: ngcese baby. Mna: its ok dear, wenzani phi nabani? Ondele: ahh yaze yaminingi lemibuzo yakho, angazi nokuthi ngiphendule omuphi, ngiyeke omuphi? Mna: haha phendula okusalayo wethu. Ondele: Im at my place cleaning alone. Ngyathemba ukuthi ngiyiphendule yonke. Mna: yebo baba. He laughed. So when am I gonna see you? Ondele: uzongtshela mawfuna mina ngihlala ngi available for you. Mna: ok ke uzokuva ngam. Ondele: ok, ungamcasuli umama futhi uzwile? Mna: I wont. We continued talking wethu nje sade sabhabhayisa. I took a bath ndanxiba njee then made myself something to eat. Ndafudumezela oobhabha iipie ndabanika kuba ndingafuni bandiphazamise. We all ate ndagqiba kuqala bona bedlala ngokutya. I took their plates to the kitchen ndacleaner then ndahlala ndazibukelela it.v. Wafika umama exhakazela ziiplastic zakwa Spar, ndayokumphathisa. Yho xandiqwalasela kwenye kukhona utywala ndasuka ndabhideka. Sangena endlini and packed away zonke izinto aze nazo kwashiyeka le plastic ine booze, ibizi carry pack ezimbini zesavanna. Akhange ndiyiphathe tu kelaplastic bendiyizulisela isicaco. Zabe zisabanda tana zide zilila bendizirhalela kakhulu. Mama: thatha loplastic yeyakho. I looked at her ndingakholelwa. Mna: hayi mha enkosi. Ndajika ndayokuhlala elounge, yho bendimoyika kungathi kanti yitrap, ndithi ndisasela andibethe ndithi saa umama. Uye wazokuhlala apha elounge naye. Mama: oh awuzifuni ozithengelwa ndim oyifunayo kukuhlala esirhoxweni? Mna: hayi mha andifunusela mna. Mama: oh. Uye wathula waya ekamereni, bendimbona ukuba nyhani uyanditesta lo. Kwangena imessage ephonini yam ibisuka kuOnie. Asanda umamakho ebelapha uye wabuza usela ntoni ndamxelela kodwa ebebonakala engekho right ncam. I thought I should let you know. Mnxim akaselate lo ungu Onesimo. Besendithe nqa kakade ukuba umama undazelaphi ukuba ndisela isavanna kuba zange wandibona, wayendibone kwi wine qha. Ndiye ndaphola kakhulu ndibukele it.v ndabe ndincume nasecaleni for lento ndimdanisile umama andabuxhumela obatywala. Wabuya umama wahlala nam ecakwam, ebemane endijonga ndabe ndiphelile ngumjojo. Mna: *smiles* haybo mama yintoni? Mama: ayonto sanalwam. Mna: mmm. Lunathi: mama teyamanzi(ndicela amanzi). Mama: yitsho kumamakho sisi. Lunathi: mamakho.. Ndiye ndaphakama engekagqibi ndayokumkhelela, yasela iAngel yam then ndayifunqula and kissed her lips. My phone rang ibinguLutho. Mna: hello. Lutho: bhabha unjani? Mna: cool wena? Lutho: nam, qha Im worried about you. Mna: why? Lutho: bendidibene nomama uthi wena uyamhlupha and she blames me for that. Yho hayi kele into yavele yandidika finish! Really umama bekunyanzelekile ayokuxela kuLutho kengoku jho hayi. Mna: eh hayi khawundiyeke maan Lutho okukwakho. Lutho: bhabha ndicela ukuza apho sithethe. Mna: andifuni maan khawundiyeke! I cut the call then ndaphindela elounge ndinomsindo maan but I didnt have the guts to face mama so I just let her be. I put Angel down then went to my room ndanxiba kakuhle ndathatha iztshixo zemoto ndaphuma ndahamba. Umama uthe endikhwaza ndabe sele ndiyokuphuma ngegate mna. On the way I called Ondele ndimbuza uphi, wathi usesendlini yakhe, ndamxelela ndiyeza wavuma. Ndafika ndonyuka izteps wabe sele ewuvulile umnyango. Ndangena ndahlala bekuclean shame namhlanje. Ondele: you dont look fine whatsup? Mna: akukhonto maan. Ondele: baby I know you please talk. Mna: stop fussing please! Ondele: ok, ok ke. He got up and went to his room. Im going to get something to eat are you coming with? Mna: hayi hamba. He left without saying anything else. I put my feet on the couch ndakhe nda relax nje. Bendiyicaphukela maan lento yenziwe ngumama. Ewe ndirongo but to talk about me kuLutho hayibo! Bendingasiboni nyhani isidingo. Bendisekwezongcinga when Ondele came in with a large pizza in his one hand on the other iyi plastic yaseSpar ibutywala yho ndavele ndaginya ingwiqi ndisobona isavanna yam. Ondele: honey Im home, with it danissimo. Wasuka wandikhumbuza la advert yala yoghurt ndingayaziyo nokuba yaphelelaphi. I laughed and got up, ndathatha laplastic and took my savanna ndayigongqoza ndaybeka ehafini then took a deep breath. Mmm ibisehla maan. Ondele: baby, ubusowome ngaleyo ndlela? Mna: haha khululeka. We ate pizza ethoba nge beer mna ngesavanna. Sasela kwade kwaba late bendi tipsy nje wethu sidlala nomculo uchanel o phofu, wed often hit the dance floor kumandi maan. One thing let to another we started kissing, the kiss got hotter ndazibhaqa sendilele esofeni he was ontop of me. We kissed and touched for a long time, mmm umzimba wam ebethe saa sendiqhutywa nayile savanna ke. Uthe xa endikhulula ivest my phone rang. Mna: mmm wait dear. I searched for it in my bag, mnxim ibingu Lutho I switched it off then continued with what I was doing. We ended up shagging using a condom offcourse then layed in each others arms for a while. He kept brushing my back until we fell asleep. He woke me up a while later bekusebusuku kengoku. Mna: yini? Ondele: baby Im hungry, lets go grab something to eat. Mna: sure. I got up and went to take a quick shower then sahamba. We bought burgers eSteers then bought more drinks at Tops sabuyela ehotel. We ate and drank kumandi maan and there were a lot of kisses involved. Ondele: ngyakuthanda ngane yami. I didnt reply, I just smashed my lips into his, he responded. After a while we broke it then continued drinking and laughing a lot. We went to bed around about 12 midnight and fell asleep. Ndothuswe yiphone ekuseni kusemnyama maan ikhala phantsi kwepillow yam. Ndayithatha ndisacimele xandijonga hayi maan ayoyam lephone. Mna: Ondele, Ondele! Ebelele cum, kodwa wade wavuka. Ondele: baby. Mna: ina iphone yakho. Yho wathi khwaphululu ngoku ebengathi ulele umntu. He grabbed his phone wayibukela ikhala akayiphendula. Mna: haybo answer it. Ondele: ngcela ungaluphenduli baby, humha wengane. Yho ndavele ndomelwa ngumqa esandleni.
Posted on: Thu, 07 Aug 2014 17:26:13 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015