#35 #continuation of the previous insert was gonna be very - TopicsExpress



          

#35 #continuation of the previous insert was gonna be very short so I decided to just write another insert# He looked at me isidala engade abuze Mna: love *ndaziva sendimbize njalo futh* u making me nervous yinton Anon: ndcela ungandthathi funny but I think ndikthanda kakhuuuulu such that it makes me jealous Mna: kalok yinton tell me? Anon: andiyaz uba mandiybeke njani yhazi but a- eish no its fine Mna: ha a its not and please say it Anon: ok ke use busy no Sbu? *watsho ekhawulezisa ekubeni ekhawlezisa vele xa ethetha wavele wa worse* Mna: ewe *i was not gonna lie ke shm uzoxola* Anon: ohk Mna: ubuziswa yinton? Anon: uxolo Asanda but I dont like uku shareisha mna ingase ubengowam ndodwa Mna: haybo tshn ufike ndnaye kalok andizukwaz umyekela wena and besides akekho andmaz noba uyoze abuye nini Anon: ok ke, kodwa ndcela uze ungandbonakalisel atleast ukungayboni kuzondenza ndizive bhetele Mna: ok #and ke shm ndandngasoze tuuu kalok ndamthanda u Anon# Anon: do u think uzobuya ngepasika (easter holiday) Mna: mhlawumbi wethu andiyaz but wayethe uzobuya oko ngee holidays so ke inoba, hayke saqhubeka nencoko waba ryt kodwa umntwam shm nam ndi ryt and I neva asked him ba ukhona na umntu yena a busy naye, and I really didnt wanna know shm inoba ndandnobangubhaxa ukhathazeka oku..... I went home ke after ixesha elide sihleli, mm ndandcinga kengok inoba ndizofika ndithi ndvelaphi na kanene ekhaya yhoo hay kuyadika man ekhaya abanye abantwana ababuzwa yonke into le mxm, ndsekwezongCinga gqi ngo Vovo esanxibe I uni4m naye yhini inoba uvelaphi na kanene and oko ndandimgqibele laaaa mini wayyendbuza inanana kanti uyazaz uno Lwando kwayena lowo Vovo: mholo Ma -Asi caba usukaphi na Mna: wena? Vovo: bendiyobona u Tgal Mna: ok, ndaqonda u Lwando inoba ukhona shm so ebeyobona umntwakhe..... Sancokola njee ke wethu ezondaba zibandayo, wabe ejika ekonen mna ndiyongena ekhaya ndakw ndaphinda ndamkhwaza ndizibuzisa njee into engacacanga ndisenzela phof ba ndiviwe ndthetha naye and abonwe ba naye usanxibe I uni4m ndayongena endlini ke, umama wabe eme e kitchen exandeni mmm kwe kriphu umbilini but I tried to keep my cool Mna: mholweni apheManjalwen Mama: shm caba beni busy na namhlanje kwakhona nibuyayo? Mna: ewe, kelonto soba busy kakhulu ngok kude kvalelwe ipasika *lies qha kalok ndnomntu ngok so that meant ndizotshitsha almost everyday* Mma: ok egamen loba nifundiswa qha Mna: yho hee, ndahamba ke ndaya e kamereni ndakhulula ndayotya saqhubeka nemini yonke ndaphekwa late kwatyiwa, xa kusityiwa ndabe mna ndtyela ekamereni ndandsuke ndanento man edikwayo ingase ndvele ndizhlalele ndodwa man ndngabe ndthethiswa phofu ngoku ndityayo ndandizijonge espilini ndsuke ndanqina man, iingqosha zazingaphandle ndiqondba noba ungagalela amanzi angahlala uye e town uphinde ubuye engekachitheki, ndabe phofu ndiccinga wonke uvobe lo infact yinto ka Zuko endandiycinga indikhathaze ngeyona ndlela man, yiyo lena yayndenza ndbengcwangu otherwise ekhaya shm kwakumnandi ngoku no tata eyekile lemikhuba yobetha emntwin ndabe ndcinga naye no Sbu shm inoba xa efika akazuva ukuba ndno Anon and ndizothin na kanene xa ndimphendula coz ndizoxoka ndmane ndizjonga espilini ndihleke kodwa ndnazo neenyembezi phofu ndmane ndilinganisa amazwi ba inoba xa endbuza uzothi kanje mna ndphendule kanje, ndaphazanyiswa ngu Linda. Engena emnyangwen wekamera ndsacinga ndinjalo Linda: Asanda Mna: yebo *ndazenza fresh ndake ndathinta neskhohlela* Linda: haysuka ynton wathi ndthetha nawe wabe ungandjonganga? *yhe bethuna injani na lentombazana hlaumb ucinba ung mama hne* but zange ndphendule ndaye ndamjonga Linda: uya--- wathula engagqibanga uthetha wangena wavala ucango lwekamera: ulilelani? Mna: andilili qha ndnamehlo Linda: suxoka man, khawthethe Asanda Mna: yho hayke sana yayaz nawe amehlo wam anengxak andkwaz tu ufuna ntoni ngok Linda: if u say so, uyasbiza utata nyhan ke nam ndaphakama ndaya e Dining room safika sachopha Tata: Asanda Linda nomama wenu ndfuna uthetha nani nobathathu namhlanje.............. #yhoo thixo elixhego lifuna uthini nangok#
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 08:33:24 +0000

Trending Topics



body" style="min-height:30px;">
Last year The Ranger and the students and faculty of the Alamo

Recently Viewed Topics




© 2015