#79 Ngban nalowo baby? Watsho uXolan endibambile - TopicsExpress



          

#79 Ngban nalowo baby? Watsho uXolan endibambile endigona,bendiveske ndakhala yhin le xa ndidibanaphi nomntwana wakhe? Ndimazelap lona igama lake yhuu abantu bayakhataza maan noba yintomb ka Piko,uthi ndojile umntana wakhe(ndakhala) Xman :uyakugulela baby,uthen na mfaz wam wase wayntlamba yofela mahashe?ingat uyandifuna uPiko nenkazana yakhe andizufelwa ngumntwana mna bkz of ukusa kwabo Me :inoba isekukulingwa kengk or kukudeleleka qha baby? Yho hay He pulled me closer to him sukhathazeka mfaz wam,we r in this together,unyana wam unjan apha (he said brushing my tummy)ow ndintswempu kodwa mna (ahleke veske ndidikwe ndimpushe) eeh sesxabaniswa yinton ngoku mfazam madoda (ahleke) Yho ndavele ndakhala manyan,caba ndakhala ndade ndebiwa bubuthongo ndothuka ebsuku ngabo 1 uXolani ehlel ngempundu ethandaza esithi Thixo plz masingalwiswa sisisu nonkoskaz wam,ndenze ndikwazi umqaphela xa ekhathazekile shes my only joy enkosi bawo ngosiqinisa ndathumva kwam ndalala phezkwake ngentloko nd wrapped my arms arwnd his waist baby sorry nkoskaz wam kodwa bendikudlalisa,kalok baby yu r now 2months pregnant (wandibrusha) awukazazi wena mna kodwa ndiyakwaz nd umama uthi uyacaca Me :hay baby ndandinenyongo ke uba utshiso kokwakuvomita,I had my periods nje mna (wandisusa kuye) Him :uthin baby?periods nin? Me :zpheli zolo (bendixoka ke qha bendimtyhafisa) Him :yho ok but akhandibone kwlonto nje mna,ndimgqibele kudala unkoskaz wam nhe (ndahleka) Me :am kidding maan wandibamba again wandiphuza emlomen,wandiphuza ebswen ndawo yonke bendihleka nd he layed me down ngomqolo wandincamisa emqalen then he went ol over my body he kissed my thighs and he played with my clit hayke niyandazi besendiwuthe saa umlenze wam,wandikulula ipanty (vele ndinxaba yona qha xa ndilala aslal snxibile kalok)ndamkulula underwear yakhe nd he turned me ndangaphezulu I want you mfaz wam,make love to mehe said ewavale mba nd I started kissing his lips kakulu ndaziva uba isifuthu futhu simbambile,he was moaning ekhamisile I kissed his throat then inserted my self yho uZizi ebeqinee I tried to let him in yho kwase kwabuhlungu come on honey he said endincedisa ukumfaka kum nd yes we started moving nd moving nd moving until he was finally in hyke I did ol the work moaning nd he was moaning too yu so gwd honey Me :myenam yees Him :uuh Majola aaah baby am coming (I went faster nd nakum ndaziva ndiyeza yhoo) Me :me too baby hold me (wandibamba wandiqinisa then we came sobabini) Ndalala phezkwake caba ndalala ndatipha,asosulanga nokosula gweee baby uthen ungandosulanga ebsuku? Him :morning to yu too baby Me :I love yu Him :I adore yu,umhle noba uvuka eksen Me :unentloko enkulu eksen ngat iyadumba Sahleka nd he kissed meundithnda ndinje njenawandisusa waphakama wabhinqi gown waphuma wabuya esdalen namanzi nge 20l neketele makoti makuhlanjwe yho andadikwa Me :ndicela kuqale wena baby undvuse usonxiba Him :qaluvume sizoya kwa gqirha or echemist namhlanje apa ekusen Me :whatever yu want myenam Him :yippy Me :eshee yehake headache Waza kum wandombula,nguban uheadache?ngubani ebendiphekuza ngengubo mxm uXolani ke ndiyeke mAan yandigodolisa Xolani Him :qaluthi bhuti ndingaku sucka eksen ulelu ngosulanga Me :yhoo ad rather die Sahleka wandombathisa I love yu kakulu baby,lala 30 min uzovuka kalok sizoya etownndancuma ndalala nyan Wazondvusa ephethe ifoun yam mhmm ngban lo ufouna ngk yithi ndilele maan (ebendibeke ifoun endleben) Voice :hay Av khovuke ndfunu gobhoza (ndeqwa ibingu Akhu) Me :ndizindlebe ndonke (wahleka) Him :yho uyazithanda iindaba,yaykhumbula la bro sasidibene nayo edebonairs? Me :ewe Him :ngban kanene? Me :Lutando Aku,uthen? Him :ngoka tatako ke Me :Phathekile? Him :mxm hay maan ndilibele unotata ababini wena,utata lo uJola ke Me :yho suxoka ,X yizomamela (wahleku Akhu)uyazelap lonto? Aku :andit ityma izolo aliyanga ecawen ngok kant lilinde lomntwAna walo,bafika nyan mna ndive ngomama ukhathazeke uyntlama uthe ndingatsho kuwe ukhathazekile Eeh utata unamabibi na? Emdala nje uLthando xandimbekile? Itin nalento? Hee so ke uye waxela ke umamake uba wayevele wamhlalisa ku dabs wase Mt Frere umntwana wabiza uNompunga enzele anglahlekani nefan yakh Me :utata ebemaz?yho udaddy ayzozimbo Him :hey andiyaz,uzukuzapha nawe uyaphoswa zindaba zakowenu (waydropa) Xolan :khawulezisa thetha uyabetha u6 Me :eeh kuse early kangka knt? Kobuye baby Wazongena ebedin akandibamba wabhekela,ndamjamela hay baby uzondingcolisa tshin mxm sahleka Me :uLuthando ngoka daddy ke utshu Aku Him :yho uyaxoka Nana Me:nyan ketana so ububambelene no sbari wako Him :haymaan uLuthando ngowase Mt Frere nje wetshilo uNokzola,ngk apa ahlangane njan? Me :mxm andifun phinda ndive gama lika Nokuzola kulendlu maan,uthu Aku wakulela ku dabs kalok qha ndiyazbuza ngowomp unyaka engat mdala nje Him :hay asinoyaz baby,but uzungamlwisi ke plz Me :like I have I energy yakhe Ndaphakama ndabhinqa ndayochitha amanzi emven kwendlu ndabuya ndahlamba nam ndabuyela eznguben,sunundikhuza kalok kwam kuvukwa after 7:30 so ndizoyothin ekitshin? Kovuka umakoti umka Andile nt mna Sahlala ke ebhedin sincokola esit akakabina kwa luck ntwen yena kulamisebenzi uyarhana noba uyapunishwa hayke ndamnqanda esayqala lonto hay baby suthetha kakubi,ukufa nokphila kuselwimini lwakho ketan Him :ina jonga email zam ubone aysosqalekiso nesi (wandinika foun yakhe) Ndathatha ndazama uzvula waugqibele nin uzkroba? Him :ngolwesbini Me :kungomvulo kengk so masbone Nyan he had 3 messages 2 from the Anglo American Mines ebizwa kwi interview nge 16 ka April,enye ibimnika idirections ba kundawon ezi offisini,eyestatu frm his ex boss esit he was contacted by anglo american so he must be ready Ndazfunda ndodwa gqiba ndascreama,ndamhugga hahah yu r going to Anglo American myenam,check(ndamniki foun,engakolwa kwayena) Him :hahaha yhoo indodako intswempu baby,uyabona eke sapasa le interview uzuyaz uba ndiyaybamba iR20 000 ngenynga,yhoo enkosi bawo (he hugged me wachiphiza) Me :lets pray baby,uThixo usincedile. Sicele sose akuphe lomsebenzi ube permanent Sabhinca sehla ebhedin sathandaza singayteti apa kuqala,kwazban ba makulu wayeku gibela umtshayelo sahleka mxm uphambene uXoln uycinga njan lonto Sondlula ndanxiba isishweshwe netshikiza ndathwala one way ndaye kitshin ndafika eqalisa uqhotsa umka Andy,her name was Sizukisiwe. Ndangena ndambulisa Me :sisi unjan? Her :ndapila dear wena? Me :ndapila,bunjan ubusuku bokqala nomyen (sahleka) Her :yho aniythethi Isi uba niva uncuthu olunje (sahleka) Ndakhupha isonka eskaftinin (steamed bred) ndasisika ke sabe singahleki kanje no Siwe yho uAndile ebengasazincomi shame kalok uthi wagqibela kudala ukonwaba Me :hahah uyaxoka ebehlala esonwabile nje endigezela apa,but am glad nitshatene haz Her :kodwa ke nam ndifuna umtshato omkulu njengowako mfana Sabhidiswa ngu malmekaz omdala uzowenza nganton kewena ungasetyenzelwa,niyathanda uboniswa ngenkwenkwezi Me :molo Malmekaz,ulele njan? Her :ndilele kakuhle,yinton ibreakfast nade nayhlanganyela na?nilibele kuhleki sqhazolo kwelkitshi sifunu hamba ke Nomongezi Siwe :seyready sisi ningabe nihlala sizoni server Waphuma ekitshin,ebesenxibe kakuhle echopisile engathwalanga heee akumandi uba nguye Babuya abantu bahlalaetafilen saba serva noSiwe,wabulela ukutya emva koko nathi sahlala phantsi ...bekuncokolwa ke ngok kutyiwayo Makulu :Isi ungandwebel lomntwana wena(kuhlekwe) Andile :ndiyamthemba umtshana noko unesphatho,yababona ooXolani babezeke benengcaba ngk banemikhaba(sihleke) Xolan :unaso nyan yho umfazama(andigidle ngegxalaba) Makulu :kobangcono,nipheke kamandi bantabam Malmekaz :yinton emandi ezbindin ezine chakalaka Mazala :yitshakalaka kanye Xolani :ye malumekaz omncinci,yenziwe nguwe le breakfast mos nhe? Siwe (shyly): ewe ta X Xman :iyavakala,hay bhuti uzobasisibhebhexula inene andit gogo Mesuli :table manners plz Sahleka sonke lonto uzokhule qaqadekile lonominco wenu Aviwe ngoba xa ethetha ukusa niyanyuba,gwe abantwana belokishiwatsho malmekaz Aluta :masotyela ekameren mntasekaya (baphakama bayophuma) Malume :sugeza Nonzuzo,ukhathaza umntwana ekusen ngoba? Her :usile maan uLukhona lonto uyahlekelwa,pof kulomzi ke Siwe usazoybona nawe umntu ngulo Isinyipe wabo Me :ye malmekaz khawutye uyekuthetha kangaka yinton kant isithonga sasinye Kwahlekwa lonto uyaypheka itshakalaka Sizuksiwe,ilonqisa amatshipha kwatsho umakazi Xman :yitya ntando yam sizohamba Makulu :hay sukhukhulisa lomntwana wena,Isi undiphe lanto kalok mntanam yethu sobabin Ebesile ke umakhulu ngoba akukho kwanto yam naye qha inoba ebehlabekisa umalmekaz ok gogo lam ndatsho ndincumile Bagqiba abantu ukutya sya ekitshin no Siwe nomakazi sayohlamba izitya sincedisana sihleka ke,uSiwe mos ebeqhelutaka apa akhipite so ebesiqhelile Makazi :kuyafakwa ke Sizuksiwe esbhedlele,uneziphi iqualifications pof? Her :ndenze u Omt qha andagqiba Makazi :yile department kanye,uzukuye wethu mhlambi uzothathwa,kushoda kangakanan? Her :ndifunde i3years qha ndihlutshwa yi acc yakwa 1 ndiy registile kodwa nangk noba ndizoypasa Me :ndzokzamela umntu akurevisise kfuneka ubufaka kodwa nyan anizube nihlel apa esbangwen mpela Makazi :izibe yho Bazongena ooAluta babeka izitya zabo bayohlala elounge,nathi saya khona ndaphuma mna ndaya ku6kona ndothatha islab sam ebendisitya ngenyimin ndazospa umakhulu nazoke mntanam yatsho lantoMesuli yizogaca nawe Alu basukuma baya kumakulu Umalmekaz ebefutha ngumsindo qha andiyaz ngowan Xman :sisaya etown kethina,mhlamb sobuyela efortgale,andizuymela eyoqumbisa abantu kalok Mazala :nihambe nabantwana bam plz,ndingabuya befile apa Malmekaz :nguban onexesha lobulala izidalwa? Makulu :siphe sako? Awugezi Nonzuzo ndandithi uyobe sowatshintsha,hamban Xolani khanikhupe umntanam lo ufikayo Andile :haymama uzohamba nam nathi kunezinto esizifuna edolophini,Nozi khasboleke amavili akho kalok Mama :hay andifun ngendsiva koqhuba uSizuksiwe wena andikuthembi Me :ow mama uqhuba kakuhle gqitha uta Andy Malmekaz :lonto ukhawuleze waqhela,mingap iminyaka ulapa na Aviwe lento sokhala ngoo ta Andy? Me :ngowesthandathu kalok sisi nd ndingu Isipile mna nt Aviwe,sundibiza ngat ubizu mabuyekwenden. Masambe X Saphakama izibe mntanam,nangk bekukubi kuwe uye wahlala apa nam hay imene mene elihlala eKapa oko lisogqiba lihambe ngentloko emzinam Mongezi :eeh mama masicele indlela sizobalate Makaz :nd never come beq (bamjonga )baby baby never come bek uhuu (wazculisa) Sahleka saphuma ndotshintsha ndafaka iskirt esthungiweyo esibu high waist like,ndanxiba shirt emhlope enemikhono emide ndathwala lamnqwaz yoogogo yakdala I in ngk (naybona mos) ndagibele zchopsin sabashiya ooAlu bathi baya ekhaya bona emin ku Akhu Sayovela ekitshin ausemhle Isi yhu unomfaneleko kodwa yaz kwatsho makazi Me :enkosi wethu kazi kazi ndifuzile Malmekaz :inobufuzen ke unezitho ezinezothe nje Mongez :Nonzuzo makungakhuzwa wena oko,yinton wangat yinkazanam umtshana?ubangan naye?hii? Nonzuzo :usaphatshelwe ngat uzalwa yinkosi ngoba kalok esake isibeleko siyaqhama Siwe :Isi ndceluzapha baby Bendiwuva umsindo wam uyazama unyuka qha ke bendizxelele andizugezelwa sisimatha mna,sayojikela ekitshin sama phandle Her :ndingasnxiba iskirt sejean eside njemba sisiya etown nathi? Me :uthin uta Andy? Her :uthe ndibuze kuwe (sahleka) Me :makul akanobanangxak qha kuzothetha lanobetsu ungu malmekaz Her :ndaliswa ngaye shame mna lasisi,wandidika efika ndxelele Me :suxoka Siwe (ndascreama) yu r pregnant? Her (wanqwala shyly) :kwazi usisi qha ndenziwe nguye sat (usisi ngu makazi) I hugged her ndixhuma xhuma ow wonderful Lord,yu are happy of the praise,ow awesome God you r worthy of the praise sive ngomazala secula longoma esiza kuthi wafika wasi hugga ow uThixo undincumisile bantwana bam,novane kanje mpela niyeke amademon agqushalaze Me :ubuyakwa ntathele mother (sahleka) Her :ewe uyandazi nje Me :keep t a secret ke mama plz (wancuma) angaya etown uSiwe enxibe iskirt sejean? Her :ewe kuba bezohamba ngemoto,ngokomo bekfana usanxibe amajaruman kalok ubefika izolo formally kwelikhaya but make kuqa kuphume ezintsilimbela zimbini (Nonzuzo nowakwake) Sahamba kethina sahlisa ooAluta ngase khaya asangena sangqala echemist eYork Road ndenziwa pt nd I was indeed pregnant,savuya shame nalamama uynurse esit sibahle uthanda ukushaqa qha apa kuthi nokuxhasana ngoba uyasiqaphela uba kwathina sisoloko sihamba kunye Sazula nje saya efotgale asaythetha tu shame yaphela iveki. Saya ekhaya ke ngenyimin sayobona abantu then umama wandibalsela lento,this is our convo Mama :kanti ndihleli nje uyhlo wamithisa Me :yinto yanin na mama le? Her :kuthwa ngo 87 tana,intonayo ndimxoleliswe yinto enye kalok wena wakwamkela nam ke mandimamkele umntanake Me :ngumam ban kanene lamama ungumaka Ltando? Her :ngu Nosakhele Majikija kalok,hay unesibindi umfazopha Me :I wonder udabs ubeyoythetha nin lento,wooo abafihli shame Mama :hay aysenamsebenzi,bayeza futhi uncedile ufike ebethe uLthando ucela imeeting Me :hee hayke ndiyahlala esprofetwen (sahleka) Sancokola ke ngezinye aumithanga kona wena Isiphile wase wacwenga? Ndashy Me :hay mama eeh Her :ndibona oko ungqungquda ukudla oko ulapha uzotyeba kemntanam uzuyazi Sahleka sahamba saya exanden sancokola nje nabazali uXolan ebehlel epa notata kwazongena uAku ehamba noLethu nanku ke ubhuti nditshilo ukhona,R5 yam caba ubephikiswe uba uXolan ukhona,uAku waykhupa waphuma wahamba uLethu Esdalen noba ngabo 3 kwazomisa imoto yalomama wakwa Majikija phamb komnyango behla ke ingu Luthando naye notatu Majikija ULuthandoa ebephethe ibag enkulu erhuqa isuitcase,babulisa basbamba izandla Me :Lutlove kwedin (sabe sihugga) Him :bhuti to yu,ow sbari sam (ahleke) Xman :sure bro (ebehlinile,Xolan akamthandi ncam uLtando ndiyambona mna) Kwancokolwa nje mzuzwin wemisa uLuthando Him :ndiyabulela ngobukhona benu nonke apa,eeh mandibemfutshane,apa njengoko nisazi kusekhaya ndibuyile ke njengonyana omdala ndibuyile nje ndizocela uba wena tata uqalise ufuna inxiwa lako nosapho lwako isithethe sithi lomzi ngowam Ndamjonga ndingakholelwa uyabhuda Luthando nhe?Ndatsho Him :nomdade andixoki,azandikhuliswe mna kwaye wena akhonto ndinoyxoxa nawe ungowakwa Sgonya Yhin uyvep keleyo? Jonga Luthando ingat uze ngesgezo wena apa,apa kusekhaya kwaye ungumntwana wenkazana awuzufika sos orderisha ngat uthethaa nabantwana,xa ufuna ublama umntu owakufihlayo nanku umamako hay uzothetha uvobe apa watsho uAkumzi sendimbona ubabomvu hahah Luthando :ndininika inyanga ezintathu nibe ningeko apa,meeting over Waphakama warhuqi suitcase yakhe nebag yakhe wayotshona ngase kameren yam (yakdala)
Posted on: Tue, 02 Dec 2014 05:41:52 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015