#80 Mna: ewe bendikvile ndatsho ndisogquma ubuso ngezandla - TopicsExpress



          

#80 Mna: ewe bendikvile ndatsho ndisogquma ubuso ngezandla zozbini Shuz: OK thnx ke baby masbonane again xa kphuma iskolo Mna: OK Shuz: sure, subaneentloni aloku I noded nje ndabuyela kwi desk yam.. I sat there ndcinga ukuba ingaba ndenze into e ryt na okanye until yangena I break ndngakhange ndiye nokuyokuchama. Classes zaqhubeka ke kwangena no miss owayengu miss Khimbili wasfundisa I Maths how to solve X hayke sa Silva kwi first period wabe ene double period kweyesbin yabay test we wrote leyo test yakhe ke and I passed ngo 70% meaning that ndandiy highest e classin yam Khimbili: njengoba abanye bedlala nje bakhona ke abantwana abamamelayo, phakama Asanda ikbone I class. Ndaphakama ndnyabe ndinjalo Miss: baxelele ufumene bani? Mna: 70% miss Gqiba kwam ndahlala phants ndidikwe ndinjalo coz yayindidika into yokwenziwa ngath ndi serious gqithi but into xa ndiyvile ndenza sure andphindi ndiylibale kwabe kuxokozela e classin kungxolwa kukhuzwa le percentage ndiyfumeneyo ndabe ndinayo indawana edikiweyo qha ndazbamba wethu. Waphuma u miss sashyeka sizhlelele nje juyncoko ndakhwazwa ngu Bonga Bonga: ekse yhe queen khawzwakale Mm ndazulisa ngath andimboni be uxela mna Yua ninani ndabonqena yhaz mna abantwana base nkondlo ndatsho ndihlebeza e groupin yam Snazo: nd bakhwaza wena wrs LA Bonga undwebile sana Bonga: Asanda xela wena ndaphakama nyosho nyosho ndaya Mna: Hi #ndizindwebisa Bongs: cherry yam u grand namhlanje Mna: ewe wena Bongs: nam, mna uzondfundisa nn I maths? Yhuu bawo nantsi ke lento bendiycaphukela izobangath ndngumntu nanko ngoku apha kule class mxm* I kept quiet ndamjonga qha ndacinga kanene ndnomntu e classin ndalaqaza ndafike endijongile shm u Shuz Mna: nindibizelani na ndfunuhamba mna Bongs; sfunuhlala nawe Yhoo hay khawme torho ndatsho ndijija I kiss madolo yam ndbheka pha dudlu zala Bantu Ze bantwin kwatshiwo xa ndbhekapha Thandie: uyakfuna shm wena lomntana ung Bonga Mna: nawe u just said lomntana so? Ndizotshintsha I napkini ngok? We all laughed After few minutes sncokola kwaphuma iskolo ndathatha ubhaka Wam mna sana ndabheka pha yangthi andaz kwa Shuz lowo Ndafika ekgaya n did the usual ndabe ndsuke ndathi nti iindlebe ng Bonga andaz y kodwa ndno Shuz n u Bonga is ma age so ubonakala emncinci kum Weeks passed u Bonga sele end fun a into eqinuleyo ngoku nd sincamisana but ndsoyika umvuma he really looked young kunam aphinde ke abengulamntu anguye wenza into zeqwakaza u Shuz andsafun nombona oko ndamgqibela uthetha naye lamini ndandimvuma Now this particular day ndhleli no Bonga and hes going on about how much he loves me ndbe mna ndimzulisela Mna: no man look umncinci nyhan for mna so ngomso ndizikphathela I cherry elingene wena Bongs: if ifana nawe its fine but if not jika nayo Mna: sure We parted ways ke. Ndafika elalini ndadibana no Nonele ndam explain ela about this Bonga guy noba unjan hay wangath noko yakholwa naye Came tomorrow nyhan ke Nonele waya e Zulu nge break hayke ndasisququ ndakhangela u Bongs ndeza naye Bongs: ngulo Mntu lo? Watsho emqala zants wamenyusa
Posted on: Sun, 28 Sep 2014 01:33:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015