#9 Ndothuka ndoma ukuva kwam le ithethwa ngumhakhulu ndawisa - TopicsExpress



          

#9 Ndothuka ndoma ukuva kwam le ithethwa ngumhakhulu ndawisa nalokomityi bendiyphethe, Mhakhulu: hay ungenza lonto ufuna uyenza mntanam andnakusola Tata: hay andizukwenzanto tuu kalok this time ngu Thixo oyakuthi aphendule mna andsenamandla ngoku wayo yonke lento Mhakhul: yho hay hay mntanam.. Ndaphuma phandle engekaagqibi enjalo uthetha u mhakhulu ndajikela ngapha kwetanki ndalila kakhuuuuulu man yhini ndikhathazekile man kuthen thina aphekhaya lento kucaba sizoba zizigculelo zokuhlukunyezwa, ndava sele ndkhwazwa ukuba mandizogqibezela I tea I wiped my tears ndaphakama ndahamba ndaphindela ku ronta Mama: engxola umntu athi esenzela abant abadala I tea alibale nayindlalo, ndsuke ndikutswebe nje zezinto ke mna Mna: uxolo mama Mama: nantso ke into oqhayisa ngayo loluxolo, ingath kudala uwacela ndikunika ngoku kufuneka undbuysele back amaxolo wam ngoba azode aphele la ndnawo. Ndathi cwaka ke mna ndandngenayo kalo impendulo yale aythethayo ngoku... Ndagqibezela ke I tea baphunga ndaphuma mna ndayohlala e stoepin ndisacingana na lento u Linda ndandngambon noba uphi ndabe ndqonda ukuba sendbawela nje umbona apha ebusweni nangona ndngazumbuza nto nje. Ndaziva ndisozela kamnandi ndaqonda make ndiyocambalala kancinci xa ndfika ohh nanku naye ulele nam ndafika ndazinyhala apha ecalen kwakhe ndalala, ndothuke ebsuku sele ndvuswa ngu mama ukuba mandizotya ndatya ke ndaphindela ekamereni ndayolala nd woke up the following day kwaku Sunday and carried on with my daily chores mama yena wayeye enkonzweni wayekhonza e Zion ngelaxesha ke, late wabuya kwaphakwa kwatyiwa savuka salungiselela ukuya esikolweni sasisele sivulela u September kengok inteshe ka Linda nayo sele icaca, hayke saya esikolweni kuyiwe kwi assemble xa ndsith e classin yam hay ndiyaqala umbona noko ke lona u gal apha kule class yethu u gal oko savula zange ndambona now sibuya kwi holidays zka september shes here, ndisamjongile ndive sele kuhlekwa intsini engakana wakakakakaka mbuzeni ubuyiswe yintoni e bhayi lo ndaqonda ow pe2nana kuhlekwa lona ufikayo, oko ndakhula ndngayithandi into embi ke mna isuke bengathi kungcno ke yenzeke kum than omnye umntu ndphakame ke ndiye kuye Mna: hi gal unjani? Gal: ndiphilile wena? Abe entwyizise iinyembezi shm (4rm all the laughing ibisenziwa e classin) Mna: ndngu Asanda mna ndfunda u standard 4 wena? Gal: ndngu Anathi mna nam ndfunda apha Mna: haybo njan ndiyaqala nje ukbona mna oko saqala u 2003 Anathi: ndiyafika Mna: yhoo elixesha enyaken bukade ufundaphi? Anathi: ebhayi Mna: yhoo ndngavuya ibendim sana lowo, ubuyele nton kengok? Cwaka umntu akawphendula ke lowo umbuzo ndaqonda nam mandithule sahlala ke sobabin the rest of that day infact the whole week the then until end of october and we were given I time table fo final exam hayke saybona it was in 2 wks tym sisajongile ke ibhalwe ebhodin so siyakhuphela kwi note books zethu and I was excited kuba the first subjects andizofunda nofunda ndiyazazi ndiyazcwaba ezi subjects, so ndbalisela umngan wam ke ngam nongahleki kwam negama ndiyapasa qha and Im confident ukuba nangok ndizopasa behind us kuhleli another guy called Lwazi Lwazi: yhoo Asanda uzofa shem wena ubalisela igqwirha ukuba wena uyapasa Mna: nguban kengok lowo? Lwazi: nali uhleli nalo ukuba akasakosulelanga Kuhlekwe e classin, kuphendule no Zwelethu ngaphaya hahaha yhoo lomntana ude abuye ngapha e Bhayi ngenxa yothakatha ngoku uzothakatha thina apha hay awzulunga mntanam kum ndizokbetha mna qha kuphele nobobugqwirha na kakade, Mna: hayman guys u cant make accusations about something eningenoykhomba, what if angayonikila? Bona: askhathali (batsho ngaxeshanye) Mna: haysuka subahoya wethi aba man banje umthetho wabo.... But something came on my mind that when I asked her ubuyelen e bhayi zange aphendule could this be true? But I brushed that thought off nyhan ke yaqhuba imini saphuma iskolo ngeveki yokugqibela ba the following wEek siqala I final exam we were busy ne revision e classin hayke ndingusomaqhuzu wase classin no questionn would pass ndngayaz impendulo I felt a headache man ndangakwaz ukujonga amehlo wam avele atshisa man ndaphelelwa ngamandla Miss: Asanda u ryt? Andizange ndikwaz ukumphendula I felt like kukho lento man indihleli emagxen isindayo ndaphakamisa amehlo to the direction eyayisekoneni and in that corner kwakukho a buildin cpbd eyayhlala iincwadi so that it was open becazuse sasisebenzisa ezancwadi zihlala phaya Uhhhhh shock of ma lyk (•_•)
Posted on: Tue, 08 Jul 2014 08:37:48 +0000

Trending Topics



sttext" style="margin-left:0px; min-height:30px;"> By Professor Chalapan Kaluwin, Professor in Environmental Science
volna egy javaslatom. A Demokratikus ellenzék, próbáljon annyi

Recently Viewed Topics




© 2015