|#INSERT:5| Babe yazi yayinye into ababe nokumenza yona - TopicsExpress



          

|#INSERT:5| Babe yazi yayinye into ababe nokumenza yona uThembeka ukumhlungisa, yayikuku nyemba unina, eyona nto yayimhlupha yayikukuba unina wasweleka lentombi incinci, ngoku ngalo lonke ixesha igama lakhe livela yayingathi uzakungena ngalamnyango, uDunyiswa ke neentombi zakhe abangenantliziy o nasazela babengayazi tuu lento, phofu babengayi khathalelanga. [kwa khaya] emva kwexesha elide uThemba emkile ubuya ixesha selibakile, nelanga selabalekayo. kwedini, uzakufika njani, ngantoni, ngelixesha eBhayi? wabuza watsho uKhaya. maybe I dont want to go back to PE yatsho ukuziphendulela lekwekwe. unxilile ke mfowam, kutheni kakade uselutywala?? Mamela mfowam uthanda ungathandi ngomso ngonyezi uyagoduka, xa uthe wazitshona iimviwo zakho unyoko noyihlo bakuthyola mna. Uzakubuya maarn mtshana ngo december. watsho ukuphendula uMalume. you dont understand make me then youll never do try me I was once your age, is it a girl? good night malume, see you in the morning wagqibelisa ngelitshoyo uThemba. [KULO Thembeka] xa uthe wagqiba ukuntliphinika ke sisi uyazi ukuba izitya, ne washing zikulindilewa tsho esinekile ngokungenankath alo uDunyiswa. ebusukwaph? emangalisiwe uThembeka. Akabuza kutheni uNomatshawe wabe selegxuphuleka entethweni nayeucinga xa kutheni mena? kufuneka ndifundile. naye uNolusindiso akaphozisa maseko waphosawakhe nayeNathi ke sisi siyafunda walekwa nguNomatshawe ucinga nguwe wedwa ofundayo? oh? You mean 20&21 years at grade 10? Wow! waziphendulela watsho uThembeka. uthethe sive ke sisi, okanye uyakukhalela intweyiyo, kunalo nina wabolayowatsh o uNomatshawe. uthethe sive, rhaa wabusiqhayisel a ngelwimi lesingesi thina, ucinga ukuba sithe nqa, yilo inglishanyana yakho thinawandula watsho uNolusindiso. (praising her daughters)Aah! Zatsho ezanto, intwezifundiley o, hayukuxeluThe mbeka lo ucingubhetele kodwa akanaso tuu isikolo aphentloko watsho uDunyiswa ehleka. niyazi ke konke okukungcola nidibene ngako ngam akzukunisa ndawo(zihlinye mbezi kuThembeka) uThemba uvuka ebusuku elele, uvuswa zingcinga. Ngubani na bethu owakhe wazi ukuba luyaphila ngokwenene na uthando lokwenyani? This was really true love. LenzwakazuThem beka yayithe gcobho ukuzinza ezingcingeni zika Themba, kwaye yayihleli ngoku khululekileyo, nango konwaba. Kwekhu! Indlela awayelangazelel a ngayo ukudibana noThembeka, ingathi wawungambona kulobhedi etosha-tosha, eziqika-qika, ewd maan nenyembezunkab i wayezibambe ngeenkophe, elusizi , kwakumele amshiye uThembeka. Kodwa wavuka wathi makhe ambhalele incwadi, kuba wayezakuhamba engambonanga. Thembeka, I dont even know where to begin, I cant even say I know you, but by this short time it all feels like forever to me, I wish I could say this in person. I have to confess. I love you. Ive had from the verry first day I laid my eyes on you, you stroke my mind, and cought my attention, I seem to think of you everyday. Your sparkling eyes are still flaunting in my night visions, goobye, but I hope Im not saying goodbye to you forever. December will come, we will meet again. And I wish you luck with your exams, so you can pass and come to study in PE, so we can have the time of our lives. Ill wait for you. I love you. Love:Themba (wabuxa walala uThemba) @04:30am Themba. . . Themba. . . Vuka maan. . Thembawakhwaz a ukhaya emvuza. malume vuka mfowam, kumeluhambile lingeka zinzi ilanga kulungile malume sele ndikubilisele amanzi, vuka uvase nje wena ndiyabulela malume. Err. . Malume mtshana can I ask you a favour besides you staying here, yes I want you to pass a letter to someone for me ongubani? a girl maninzi amantombazana apha kule lali mfowam, ayinagama? Thembeka loo ka Rhadebe? andazi kodwa ndazi ukuba nguThembeka qha yileta yantoni leyo? yeyobuhlobo, ebendicelile inumbers zase NMMU lume oh, kulungile ke mfowam, ndakuyithumela ngo Dunyiswa umama wakhe, xa esiya ku Nolufefe hayi lume, ndiyacela ukuba uyinike yena esandleni, ungayinikeli mntu, ndiyakucela [the conversation was continuing while Themba was taking his bath in the bedrom, whilst his uncle was busy preparing food] kutheni wathatha ixesha nje ukuvasa kwakunini ngoko uvasa, kutheni ingathi awufunukuhamba nje maybe I dont want to go wayebhaliwe nje ebusweni uThemba ukuba wayengacingi tuu ngoku goduka. maybe you dont want to go, but you have to go, you have no say nor choice its a done deal I hate school no you dont they ate their breakfast, sitting there in the dining table Thembas mind was far in thoughts, his heart was pounding. The only thing was on his mind was his newly found love of his life Thembeka. This set unwell in his uncles heart though he never uttered a word, but he could see his nephew was in pain. Themba eventually left the location and went back to PE. Hes heart had remained behind. Ndinomvandedw a
Posted on: Thu, 13 Nov 2014 21:34:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015