#Insert 12. Ndavuka - TopicsExpress



          

#Insert 12. Ndavuka ndizonwaya ndinjalo ndabe ndisamqumbele uAsanda. Ndenza ukutya okwakhe ndakufaka kwiMicrowave. I cleaned up the house neRoom yam! Ndakhupha yonke iWashing ngalo mini ndayihlamba then ndasula iWindows gqiba kwam yonke lonto ndaKorobha kwabe kubetha uMoya endlini. Asanda: Heee hay usebenzile kodwa andifuni ubengathi unguAunty walapha. Me: hay akhognxaki kuhleli kungekho msebenzi ungako apha. Asanda: Sorry about yesterday I know ngendiFonile or something. Me: Akhongxaki wethu Asanda. Ndahamba ndayohlamba ndanxiba iLokhwe (Maxi dress) eBlack and white NeHalf boot yeAll star emhlophe. Ixesha kwabe ingo10. I called uThalitha since bendingenanto yokwenza and bendibawela ukhe ndiphume endlini! Thalitha: Chom ndizokukhupha today ndikubonise le Ndawo uhlala kuyo ndizabe ndilapho in 5 minutes. Ndahlala and in No time wabe sefikile uThalitha sahamba we walked for a couple of minutes then sayothenga iDrink eShop sithe sisangena kwaphuma uMbali neCrew yakhe. Mbali: Yhuu ndaske ndaba Naar guys. Mbali was being childish ngoku. Me: Ndaske ndaba naar mna kuqala Mbali: Hehehe uyathetha nontombi ngoba ba bendinguwe ngendithula cause obakho uBomi buphelile nono. Zabe inyembezi zikufutshane ngoba waye thetha inyani. Palesa(Friend ka Mbali): Hahaha yhu shame maarn fuzba wazifunela pha kuTata wakhe leto sies awuzithandi. Me: I dont need your sympathy. Mbali: Lol nanko eKhumsha chom ndakugqibezela ngenye iPen no wonder wakuShiya uMamakho wabona ba akho yakho kobu bomi. I was so hurt cause uAsanda was the First friend endandinayo eBomini bam I trusted her kodwa ubomi yenye nje into sana! Thalitha: Asinalo ixesha lalento masambe chomee! Babe bethukisela bendikhwaza saqinisa intloko saya phambili sisahamba njalo! uAsanda came to me wanditsala ngeNwele wandiqhwaba. Ndamyeka cause ukulwa bekungazondenzelanto! Wandityala and I fell. Mbali: Yekana namaDoda abantu okanye ndakuphinda nja ndin hlukana noSivuyile. Ndaphakama ndilila and ran straight home. Ndaya eRoomini straight and ndakhala phez kweBhedi I thought this was a new start yonke into ezathethwa nguMbali just brought back everything ibingathi kukho into engaphakathi engafuni uPhuma. Maybe uMama wandishiyela lonto nyani maybe fanba ndisiSlave somewhere I dont deserve a better life mhlambi funeke ndibuyele kunomasikizi. I prayed to god as I always do ndicela uba asuse eliBhadi ndinalo I asked him to forgive uMbali ngoba akayazi into ayenzayo! Ndisalila njalo Thalitha and Luthando came in. Me: Hey Guys. LuthA: undixelele uThalitha sulila God has a plan for your life dont let the devil take over uBomi bakho sukuzi sola ngePast yakho God has a plan for everyone ukubonisa uBomi ngeliihlobo yomelela Chom yam! Amazwi kaLuthA just made me feel better we all had a group hug then bahamba and left me to sleep! Ndavuka ngo7 wabe uAsanda sePhekile esitya. I went to the kitchen ndathatha ukutya kwam and sat opposite uAsanda. Asanda: Your Friends told me. Me: No one said life was easy sisi I guess funeke ndomelele. She came up to me and gave me a warm hug. Wathi I must take my medication ndiyolala. I did as I was told ndayolala ndisaqala uLala kwakhala iPhone yam. It was Sivuyile andayi phendula cause waye ndizisele iinxaki zodwa yena. Had messages from him and Phone calls. 5 minutes later he sent me another message Minentle Sigenu Ive been trying to get a hold of you imini yonke khange uye naseParkini kodwa its fine ngomso Im taking you to my church and you Promised! I rolled my eyes ndalala. At 7 oclock ndavuka did my bed and took a bath gqiba kwam I selected a red body con dress,black high heel shoes,silky material long sleeve(d) top and my black Blazer and touched the attire with my gold neck piece. I went to the kitchen ndatya, washed my bowl and took my medication. I wasnt comfatable with heels kodwa uAsanda wathii they suited me. Wafika uSivuyile I quickly took iDiary, iPen and a Bible wabe endincoma uAsanda ndahamba ke. I opened umyango and there was uSivuyile wearing a red shirt,navy velvet. blazer,blue jeans and a pair of black men shoes! Me: Not bad. Sivuyile: You look stunning. No one has ever complimented me kanjalo so ndancuma. Me:Enkosi masambe. We got into the Car sahamba ke. Sivuyile: kutheni ungayanga eParkini izolo? Me: amantombi akho ganged up on me izolo so buza kubo. Ndajonga phambili. Safika ecaweni the service was great and I was realy blessed ilizwi belikuMatthew 6:14-15 - 1 John 1:9 belithetha about FORGIVENESS. It really touched me ngoba I wanted to forgive wonke umntu that did me wrong and I did ndabaxolela ngalamzuzu! uSivuyile waya ngaphambili nabanye abathathu They sang infront of icawe yonke. I didnt know sivuyile could sing kamnandi kangaka Yoh hay uyacula shame. After the service kwaba ngathi kususwe umthwalo emagxeni! Sakhwela emotweni with Sivuyile (Yeyakowabo and iqhutywa nguye) Sivuyile: enkosi ngokuza! Did you enjoy iService? Me: Kakhulu! Bendingayazi ba uyacula and ucula kamnandi must say. Sabe sihleka lonto and in No time sabe sesisekhaya. Sivuyile: Ndizokubona ngomso at school! Ukhe uyeke ungaphenduli iPhoni ntombazana. Me: Lol Okay bye. Ndehlika ndafika endlini ndidinwe as hell I ate my supper ndahlamba izitya wabe uAsanda seIronile! Sathandaza and went to bed. Yakhala iPhone yam it was a Message kaWhatsapp from Sivuyile Lale kamnandi Nentle Angel ndizokubona ngomso. Me: Nawe uLale kamnandi. Ndalala. #Minentle
Posted on: Thu, 04 Sep 2014 15:16:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015