#Insert33 Kwa kusemandi eskolwen kwabe kusemandi nakum no rumza - TopicsExpress



          

#Insert33 Kwa kusemandi eskolwen kwabe kusemandi nakum no rumza wam. Wayehamba ezinkonzo zosindiso ke u rumza so nga ma sundayz sasihlala sisiye nkonzwen. Friday kengoku ndizoya e Joburg ku Asa ndibuye eskolwen ndilungise ndiyokweli taxi iyondbeke joburg ndifiku asa endilindile ehamba namantombi amabin. Ndifike sabulisana sivuyelana saye apho ahlala khona kwabe intle. Ndahlali wkend yonke kumnand kunjalo ndibuyele bck e pta. Ndacinga ke ndenz leaners ngoku ndilapha ndayenza ndaypasa nyan. Kungo May silungiselelu bhala ndandfunda ndingafun tu u failur sabhala ke sagqiba ndagoduka, wabu boy wam eleqi 5mnths wabe mdala nyan ngoku sekwaz nohlala sabe sisavana la way no tatakhe. U Aya yena wayathe wohlukana nayo kdala I gf yakhe akanamntu ngoku. Ngenyi mini ndizhlele no boy wam kungeni msg esuka kwi no endingayaziyo ethi Yhey wena sfebe yohlukana nendoda yam zendipinde ndibonu chat ne ndoda yam nje uzondazi kanti nguwe lo wenzi rltnshp yam ibenje, ndakwenzelu bomi nzima mna if awohlukan nendoda yam Tyo yandoyikisa le msg andiyaz nobi suka kuban n andinandoda yamntu mna. Ndafounelu Siba ndambuza ngale no akayaz ndafounelu Aya wathi akayaz bt ndabe ndimva uba uyaphosisa uyayaz ngoba wothuka xa ndimbuzayo ndagqiba nda sender le msg, anoba pha 10 ebsuku kwapinda kwangenenyi msg uqonda ma wundxabanise ne ndoda yam uzondbona kanti ubuyandfuna kungcono uphume kuye kuse early Ndaqonda makendiphume kubu chommie bam no aya ndingekabi sengxakin, nyani ke yapheli friendship yethu, kwabe kukhula eyam no Siba ngamandla. Waqgibu siba naye ubhala wagoduka ndabe ndizoya kokwabo. Ndavuk ndalungisa ndaya kokwabo baba nobubele shm abazali bakhe no mama wakhe e ryt naye sagoduka late. Usiba wayesiza oko shm. Ngenyi min ndihleli naye uzobona kwa umntana umntana nguye ebesdibanisa sihleli kwi couch enye umntana simbeke phakathi kwethu, sizncokolela simane sihleka sincumelane wasondez lips zakhe kwe zam saske sa kissa(na) hay nje kancinci sazkhumbuza lst year ugqibelana kwethu n ebencamisa kamandi shm saphinda sayeka Siba: I love u Snazo Me: I love u too Siba Bekuthi xa kufike elathando lwam kusiba ndiske ndilibale ngeznto zake ezi wrng ndicinge nge zi ryt zeth b4 uNwabisa angene phakathi kwethu.
Posted on: Sun, 30 Nov 2014 06:09:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015