#Insert83# Kwaphekwa kwatyiwa sayohlambi zitya no zipho astheti - TopicsExpress



          

#Insert83# Kwaphekwa kwatyiwa sayohlambi zitya no zipho astheti thina sagqiba. Me: boy awufunu lala no nazo namhlnje Boy: ndiyafuna Me: wena khazie awufunu lala no makazi Khazie: ndiyafuna nam Me: masamben Sayolalen nabantwana(uzolala kulandawo ebelele kuyo izolo lo ingu zipho akapinde alale kweyam I bed) nda tixa umnyango wam Zipho: snazo vula ndifunu lala Me: hambo lala ku tata wako awuzulala kuleyam ibed Ndagqiba ndafounelu unathi andapinde ndimmamele nobu thin na, sancokola sagqiba no unat salalen. Ku Saturday* ndavuka nje ngesqhelo sa clean u madam ke yena ezihlelele tvn yiyo into ayaziyo nohlambi zitya late. Kwafiki friend ka tata sancokola nayo kumnandi sihleka wemka no tata, sasheka sodwa, ndim naye ke namhlanje u Zipho akho nomntu omdala azathete isgezo. Wavasa wakhupi skey se moto katatakhe phofu lomntu akana licence upinde wayi failure ka bini, wayokhupi moto e garage ka tatakhe sambukela nath akhonto sizoytheta asiyaz bagqibe entwen. Wemka ke nge moto ka tatakhe. Wafiku tatake kabo1 Tata: upi uzipho Thina: asmazi Tata: snazo uze uthi knti umkiswe nguwe lomntana uzondaz. Ndaske ndamjonga nje ngoba ke namhlnje akhonto ke ndayenza. Waye garage moto ibiph Tata: iphi imoto yam(akadlaleli ke utata kule moto yakhe Me: akaynikwanga nguwe nha tata intandane yakho( ndabe ndixozeke Wakhupa I foun wafouna ya ringa yodwa Tata: khange atsho ukba uyepi u zipho engenayo ne licence Thina: hay Ya ring foun ka tata Tata: hello, intoni, phi, k ndieza, u zipho utshayise nge moto yam (Ndahleka jha uThixo uxove bhaka tshotsho) Amahle: tyo phi Tata: uth ngase mans. Niyayaz lo mans indawon Me: ew yindawo yotywala Tata: masiyen khona Amahle: andiyaz mna ngu snazo ayazio Tata: masiye snazo Me: k kodwa umntu ongazukwele motwen yam ngu zipho Tata: snazo mntana y unje(ndingu mntana khe ngoku ngoba ufunu ncedo lwam) Me: tata uzipho undgezele gqita umthetelela soze ayikweli moto yam. Sahamba ke xa zingase mans kwabe kugcwele ngabantu sasondela, tyu imoto iphele tu umphambili uzipho akasakhali utshayise i Avanza(ndingasavuyi marn ndiqonda tshotsho u tata uzobhatala I Avanza yabantu)yahamba ne breakdown imoto wabe funeka elungise le avandza Zipho: uxolo tata Tata: unyolo nton uyaybona lento uyenzileyo kufuneka ndibhatala le moto uyitshayisileyo Me: tshotsho zipho Wayoteta nomntu we avanza utata Tata: masamben (ndimbona uyabila ngu msaindo qha uzbambile) Me: awuzukwela motwen yam wena Zipho: ndizokwela nton mna Me: lento ubuze ngayo Tata: snazo khamyeke marn Ndamyeka wakhwela sayen e policestation waya nakwi insurance ayavama tu ubhatala ngoba iqhutywe ngumntu ongena licence sagoduka ndabe ngaphakat ndi vuya hay nje kancinci. Me: bendingakwaz zipho uba uyalunga nase mans, wecwaka waske waphakama waye toilet ndaphakama ndayo key rum yam. Tata: ziphozihle uwophule u moya wam mntanam kufuneka ndikhupe ama thousands ngenxa yobu hilihili bakho ngoku, andina moto ngenxa yakho yothathi nto endingakunikanga yona, xa ukwaz u driver bekuthen uze uyi failure I licence....
Posted on: Sat, 24 Jan 2015 12:49:48 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015