#Insert_413 My ph0ne rang eish...i broke the kiss - TopicsExpress



          

#Insert_413 My ph0ne rang eish...i broke the kiss ndayiphendula... Me:Elow Eso:Buya a_o_u Me:ha.a maan Esothando,ndiyeza Eso:Fun thonka mna Me:Nzokuphathela byebye ke Eso:Buya mama E I hung up,ndabeka i ph0ne yam... Luu:Funa nt0n u Esothando Me:Sonka Luu:Asikho kanti pha kowenu Me:Sikh0na qha in0ba uSbusile umtyise icereal kuba kukusasa Luu:0k He held my waist,wandibeka phezu kwakhe... Me:Andizokuthunuka Luu:ha.a Me:0k We kissed,he took off my underwear...we did the deed,say0hlamba gqiba salungisa i bed...ndahlala phezu kwe bed,ngoku ndinganxibanga...he 0pened my legs and got in between them... Luu:Bb Me:hm? Luu:Kuthen unganxibi Me:Ndilinde wna uyondthengela i jean,t0p,bra,ne panty Luu:Nzoyazelaph le bra uyifunayo Me:Tch kodwa uyayaz xa kufuneka uyikhulule Luu:haha 0k ke ndiyozithenga Me:0k Luu:uyandibawisa kodwa he said getting up,ndamtsala wabuyela kum esfuben... Me:Uph Asanda Luu:Ukh0na Me:Makay0zthenga ngokwakhe ezizinto Luu:0k Wathatha ifown yam,wenza i sms gqiba waphakama wakhupha i R200 ne Card lakwa Edgars...wapuma nazo,waphuya sendngene phantsi kwe ngubo mna,waz0ngena naye... Luu:Uy0zthenga ke Me:0k Luu:Uyayihleka nalento ndithi maka yenze Me:haha 0h uyaphambana kanene u Asanda We kissed again,i undressed him...wangena tshwa,we started dancing,flipping positi0ns and i was m0aning like hell,kukwam kalok apha so uzawube emamelene nam uyawube uyazis0kolisa...i came twice before him,he reached for a towel,he wiped my treasure and cleaned himself...We cuddled,listening to our heartbeats... Luu:In0ba uyalila u Easy Me:0h mntanam n0ba uyalila nyhan,ndlela le amabele wam abuhlungu ngakh0na, adumbile futi,khange ndimncancise imini y0nke Luu:Yho uzawufika umncancise Me:nzawufika ndilale mna,sibuhlungu sinqa sam for ube ndincancisa Luu:0h hay mandkuyeke ke He kissed my c/s cut..kwatcho i knock waphakama wanxiba igown way0vula,wabuya ne plastic wandnika... Me:Thanks sthandwa sam,ndcela uy0ndhlamba Wandifunqula,way0ndihlamba gqiba wandithambisa,mane endncamisa...ndanxiba ndalungisa intloko yam,ndondlula saya edownstairs no Lukh0na...ndahlala kwi high chair uLukh0na wandenzela i cereal,kwangena u Kay ndisandofaka i spoon sokuqala emlonyeni... Kay:Ndicela uxolo guys Ndavela ndahlutha,ndathyalela la bowl kude kum... Me:Lukh0na ndcela utye,uz0ndgodusa Luu:Awugqibanga ukutya nje Me:Ndihluthi and i dont thnk u Khanyisa uyandfuna endlin eyaythengwe ngu mamakhe Luu:Wedding gift nje bb,yindlu yethu lena Me:N0ba yiyo kalok qha ithengwe ngu mamakhe,ingath uyalibala uba yathengwa ngu mamakhe nge mali ka tata Kay:Ixolo Sphura Me:Masambe taka Esour Ndaphakama,waphakama naye sangena em0tweni semka,safika ekhaya...we kissed ndohlika ndangena ngaphakath... Eso:Buthile fun th0nka!! Me:0h hay bethuna umntanam bethuna Eso:Mama Etho Waphakama waza kum,ndamfunqula sayolala ekameren...my ph0ne beeped,ndaythatha ndaj0nga le sms 0n a pile of bricks ill write i miss you,i h0pe 1 of them falls on your head so that you may kn0w h0w it hurts to miss s0me1 so Special just like you.....xoxo
Posted on: Fri, 26 Sep 2014 04:55:05 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015