#Insert_424 Eish mxm ndavela ndafaka i ph0ne yam ep0kothwen ye - TopicsExpress



          

#Insert_424 Eish mxm ndavela ndafaka i ph0ne yam ep0kothwen ye jacket ka Esour... Eso:Vuyiye Svg:Ntwana yam Eso:Ayambi ye moto Me:haha yho eshee Svg:Uqhele ehambayo na ntwana Me:haha ingath ukhwele i toy umntanam ng0ku Svg:Khawuqhube le m0to Isipho Me:Ndiyiseph Svg:Noba kuph,andifun asuke kum u Esour Me:0k Ndangena ngaphambili,nda starter im0to ndajikeleza kwalapha elalini... Eso:Fun th0nka mna Me:Ima siye esh0p Svg:Khange kufike s0nka si fresh namhlanje Me:Masigoduken ke Svg:Nha masiye t0wn Me:0k ndajika saya et0wn,sadibana no Emihle kwa Spar... Emihle:0h kanti un0mntana oyikwekwe no Isipho Svg:Ewe Emihle:Ubuzakuyithetha nin kengoku lonto Svuyile!! Svg:Jonga ndakunyathela un*e wna,kuthen uzawujongsa ngam nje,ube undikhwaz njakaz ndin Emihle:Svuyile umithise ndikwakho Svg:Andith kalok wna ulalwa ngamadoda amadala siphume isisu Abantu bebese bej0nge kuth ng0ku,ndatsala lo ndihamba naye saphuma asathenga neso s0nka,say0ngena em0tweni... Me:Niyazenza int0 ezij0ngisayo maan,ngath anibadalanga Svg:Isipho please,let it go Me:hay Svuyile,ucinga intle lanto beniyenza pha Svg:Isiph0 uyayaz indlela andandi excited ngayo u Emihle e pregnant,wayengenzi nex endlini ndimphekela ndi cleaner ndimhlamba kuba ndifuna a-relax(e),saphama isisu saph.nda sazama zaphuma izisu zantathu Isipho zalandelelana,andnaye omnye umntwana ngaphandle ko An0thando,ndixolele n0khulisa ongengo wam umntwana ndlela le ndimfuna ngayo umntwana oyinkwenkwe Eso:Vuyiye fun th0nka a_o_u Wavula icango u Svuyile,waphuma no Esour bangena kwa spar...ndahlala ndodwa kemna em0twen,babuya sekukudala ne plastic egcwele zinto ezi sweet... Svg:Cleaner zalapha zizawusebenz namhlanje,kuthe saa u Esour w0phule ne Mayonnaise pha ne tomato sauce Me:haibo benisenzan kanti Svg:Awutsh0ngo kalok uba u Esour utya i s0nka esi br0wn mna ndathatha esimhlophe,wasilahla kude Me:Usilahlela nt0n s0nka wna Eso:Ay0th0nka yeya Svg:Ebesitsho ke napha Nda starter im0to,sagoduka...safika endlini nda pack(isha) i bag ka An0thando nday0yifaka em0twen,way0khwela naye u An0... Me:Byebye(in) ke An0:Masambe mama Me:Ndizawufika ebusuku An0:Nam ndizawuhamba ebusuku ke Me:Jonga u-uncle uzawukwenzela la bhokhwe injengeka 0si An0:hay ndifuna uhamba nawe mna Svg:Jonga masambe s0babini An0za,siy0thenga into ezimnand sizawubuya siz0mthatha umamakho uyeva An0:0k I kissed her gqiba ndavala icango lem0to bemka,ndangena ekhaya ke mna...
Posted on: Thu, 02 Oct 2014 05:53:51 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015