#Insert_465 Ndafika ekhaya ndatyisa abantwana bam,ndahlamba - TopicsExpress



          

#Insert_465 Ndafika ekhaya ndatyisa abantwana bam,ndahlamba izitya ugqiba ndapheka ndaphaka,ndalungisa into zabantwana bam zeskolo...u0sisiqham0 ebezawulala apha ekhaya ke kuba utatakhe ebezawulala apheGwaba naye...late kwatyiwa i supper,then sayolala...ndavuka kusasa ngo 5 nday0vusa iintombi zam,zayohlamba ndondlula ibed nday0benzela i lunch gqiba ndabenzela i cereal...babuya bazotya sebehamba no Esour ph0ff... Me:Nimsaph uEsothando kengoku 0si:Uthe ufuna ukuya eskolweni kalok mama Me:Eshee Ndathatha i backpacks zo An0thando ndafaka i lunch zabo,n0 Esothando wandinika owakhe ubhaka ndamenzele eyakhe iLunch... An0:Mama bendicela i R10 Me:Uzaninika u Svuyile imali An0:0k Wafika u Svuyile,saphuma ndakhupha im0to e yard(in) ndaphuma,i hugged my fiancè then kissed him... Svg:Masambe Me:hay ndiyaph kengoku mna Svg:Masambe bb torho Me:Eshe andkahlambi,abantwana bazawuba late eskolweni Svg:Masambe bb,uzawuhlamba ubuya kwethu Me:Ok Ndangena em0tweni,semka...sohlisa abantwana u Svuyile wabanika imali... Me:Esour ohlika kalok Eso:Woyika,thithi buya 0si:hay hay hay Esour tchny Eso:Othi maan!!! Me:Hay Esour tchny...hamban nina Bavali icango,sahamba thina wabe ekhala u Esour... Svg:Kodwa uyangxola ntwana Eso:Fun thithi wam Svg:Awuyifun cake Eso:Fun thithi!! Svg:Eso sulila sizawuyothenga im0to ne cherry yakho Eso:Fun thithi wam tata Svg:Uzawub0na emini Sayofika endlini u Esour elele,wafunqulwa ngu Svuyile sangena ngaphakath endlini saya ekamereni...u Svuyile walalisa uEsour phakath kwethu,yavuka lanto sana... Me:Bb can you please run a bath for me Svg:With pleasure Me:Thanks sthandwa sam He kissed my forehead waphakama waya ebathroom...wabuya waz0ngqengqa ndaphakama nday0hlamba,ndabuya ndathambisa... Eso:Mama nam Me:hay Esour yhu Wathatha i jewellery box ibiphezu kwe dressing table,wagibisela kwi lapt0p yam wayibetha screen sa blank kwangoko...ndambamba ndakhulula i belt ebelinxibile ndambetha ngalo..wakhala andamhoya nangoku akhalayo,Svuyile wandiqhwaba nge mpama...ndayeka u Esothando ndaj0nga yena lo undiqhwabayo,tears filled his eyes... Svg:You need help Isiphosenkosi,please find a way to manage your anger He said just that,wathatha u Esothando waphuma naye...ndahlala phezu kwe bed,ndathath ph0ne yam ndaph0nela u Buti akandiphendula...kwaqala uz0ngoma,ndaya edownstairs ndiyaloyika izulu enyinto...Ndahlala phantsi waza kum u Esothando,ndamfunqula... Eso:Icolo mama a_o_u,Athanda ntanakho 0h kodwa umntanam,yathandwa ngu mamakhe njena...
Posted on: Thu, 13 Nov 2014 13:55:05 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015