118. Ubomi bam bebumile buyi loo nto ndihleki esibhedlele ,beza - TopicsExpress



          

118. Ubomi bam bebumile buyi loo nto ndihleki esibhedlele ,beza abantu basemsebenzini wam ,ukuzondibona , yayaz akhonto imandi nje ngokuphangela endaweni and you care about each other , yilento ibisenza singalahlani noba sele kutheni na , on the other hand our manager was the course of the unity we had , another kind of a manager ,she is down to earth sele une prblm akasoze aku shout(e) instead uyakubiza afune ukufumana the reason behind , so bekumnandi kuyi loo nto emsebenzini besele ndikukhumbula ne maternity leave ngku besele iphelile sele ndiku sick leave , kodwa ke bendichacha , umama wam being my mom , told me that shes leavingi , ewe kona ibingabukeki into yohlala nomkhwenyana endlwini nye ibingabukeki kaloku , emampondweni uyahlonitshwa umkhwenyana, ,, bendisesesbhedlele xa ssithi umama is going back home nam ndavuma kuba ke ebethetha izizathu ezibonakalayo am ohk nw and ushiye u Siyamthanda yedwa ekhaya , Emva kokuba ehambile umama , I think after two days , I was discharged , so ndandonwabe kakhulu , wafika umyeni wam , apha endleleni ndimcele ukuba andibonise noba yi foto yala moto yakhe sasihamba ngayo ibingathi sisonkka, I realised that God loves me and unee njongo ngam , besele ndimsebenzela but I needed to do more ukuze ndibe ndimbulela ngokwenene , I thought inoba yintoni endizoyenza Mna: bby what else do you think I can help to help the community. Xolani: njani ke standwa sam coz you already helping the community you are the pastor remember? Mna: I just wanna do something else bby , noba kukuba involved kwi charity bby , Yena: bby I know you wanna help pple , but nathi we need you akufuneki mna nabantwana side sizibone ngathi we dont exist in your life, so plz sithandwa sam , whatever you do ingamoshi obu bomi bethu bumnandi kangaka , I love Mamthembu wam . Mna: ohk ke sthandwa sam , am glad that you were transparent abouth this thats why I loved you Mr mdodana , ndakubona kwela theku ukuba ngowam lo umyeni sahleka sobabini , besidla ngokhumbuzana nge 1st day yethu qho xa sonwabile , Umnqa ke ngowokuba elaa xesha sasingonwabanga zange ndakha ndayicinga njenge good memory , kuba njalo ke xa kukubi kwi relationship silibala nee mimi ezimnandi esakha sanazo nabantu esikwi relationships nabo , uqalekise kwanto not knowing that theres nothing important than thinking back kwizinto ezazikonwabisa ukuze ungalimali , coz if you keep on hurting yourself youre the one suffering the consequnces , We started ngoya e mall bekungolwesibini so uvele akaya emsebenzini kuba ezondilanda, but abantwana bona bebe sesikolweni endlwini ingu , mazala , u cc and twins , bendibakhumbule kakhulu kangangoba I thought uzoza nabo , u gqirha ebendenzele I prescription , so besizoya nase pharmacy for those , sithenge nee goodies bendisaziwa ke ngazo ,we did just that sajika sabuyela endlwini , imivuyo eyayilapho , abantu babendiqinisa ndide ndiqaqanjelwe,emana ebakhuza ,u daddy , xa ndibuya @ hospital I was wearing my track pant , a pink t/shirt and pums,so xandifika ekhaya I felt like taking a shower and I took a long hot shower , wangena eloxesha u bby wam , and ufike kanye xa ndisosula , he stood , next to the door and watched me . Mna: hayi bo bby ndingade ndijongwe olo hlobo . Yena: hayibo am admiring my wife , is tha a crime? Mna: ha a bby jusst that uske wam kalusizi . Yena: do you wanna help standwa sam? Mna: I still have pain nje bby ! Yena: bu bby you know it wont hurt I one, Mna: come one bby , He came closer , started to help me with the lotion , touching , my whole body , I jst felt the fact that besele kukudala ndimkhumbule , we kissed and the rest yaba ngu bold(hidings) emva koko saa umzimba , ndatsho ndacinga igeza ledolophu yam KWATSHO KWATHI DWEEE.....
Posted on: Tue, 09 Sep 2014 17:09:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015