152. Sathetha ke savumelana that they have to wait for me - TopicsExpress



          

152. Sathetha ke savumelana that they have to wait for me ndenze izinto zee claims , ukuze sigoduke siyeni ekhaya ayongcwatywa , umyeni wam , ndicele umama no tamnci ukuba siyojonga umzimba ka xolani e matuary, uboyazi ukuba once umntu kwathwa ngumzimba sele kuzima apho especially xa ingoyena mntu usenyongweni , ny husband was called that, , savumelana ukuba sizoya nge next day , kwanzima ukuba mdala, umama wam ebesele exelelwe, naye definately ebezoza nge ff day abantu ke apha bonke abakwazi qhuba so I was the one who was gonna do that , ngamanye amaxesha xa ndidiniwe kuqhuba bendimkhumbula umyeni wam , yonke into ibimfuna kweli khaya , kodwa ke u Yehova ndimbulele kuba @least He spared my sons life uba ebethandile ngebayeke bobabini , Lude lwafika usuku savuka kwakusasa , besiyobona umyeni wam , I wanted to know what really happened to him , sithe nje xa sifika e matuary , sacela ukuboniswa yena , bendinovalo , ibindim , umama wakhe kwakunye no tamnci , ewe kona bendibawela ukuboniswa kodwa ndisoyika @ the same time n but ndasiqweba isbindii I had no other option but to have a closure , Uhambe phambili u boet ebekhona , sangena , savulelwa my husband was so handsum kulaa shelf yakhona , ndicele ukuba atsalwe wonke , ndizombona , ebengenawo nomncinci umkrwelo , kodwa ebebhubhile , he was soo quite ngathi uzovuka athethe, bathe bakumbona abantu bakowabo ndacela bakhe bandishiye umzumzu naye, I felt like talking to his corpse , I dont know why , kba bendiyazi ukuba umphefumlo awusekho apha. Mna: sthandwa , sam , zwetsha wam , kubuhlungu undishiyle , kodwa andina choice but to let you go , I command this body of yours not to be victimised by umtyholi , ngoba akanasabelo kuwe nokuba sele ungasekho umoya ungoka Thixo ,myeni wam ke uyayazi undishiye nabantwana , kunzima ukhulisa abantwana as a single mom , ndicela ungasishiyi usoloko unathi we will need do ,iinyembezi besele zisenza umjelo bendingalili kodwa bezikhutshwa liigaqa elisentliziyweni ebelifuna ndikhale kakhulu koko. , andakhala. **ndiyakuthanda Zwetsha wam , ndiyosoloko ndikuthanda,* ndatsho ndibamba ubuso bakkhe ndaphuma sahamba , apha endleleni bekuthe cwaka Bendibawela ukubiza amadoda angekafi , ndiwaxelele how dangers is having an affair ngaphandle komtshato , bendirhalela ukubaxelela ukuba ababantu bashiya amakhosikazi wabo ngabo they dont love then , they are only power hungry to own them, there are pple ouside there who just enjoy , to hurt other woman , ngothatha amadoda wabo , and amadoda , they are not that wise to see xa esoyela , and benjalo nje soze ubaxelele what to do xa bethahekile , bt oo mistress are very dangerous kuba baxolele singamfumani sonke coz they have nothing to loose, I dont believe ekuthakatheni ,bt I jst had that weird feeling nkokufa komyeni wam , As married women , we might not be inlove with our husbands, but we love our husbands, we care about them , they are our lives coz we spent most of our living time with them ,so they are our lives same as them , umtshato its union created by God, yu squash that n yu in war with God. Side safika endlwini ndikwezikude iingcinga , ndithe xa ndisima nje umama ka Xolani wabuza unjani mtanam? Mna: ndizoba right mama , I have to be strong for my kids,, sangena endlwini kwenziwa ukutya kwatyiwa , and I went to take a shower nadbuyela endlini , I realised that noba ndivula kweyiphi indawo theres something that remind me my husband , Mmmm Ubomi..
Posted on: Sun, 19 Oct 2014 15:37:44 +0000

Trending Topics



ghters-and-sons-topic-782093501830740">Thank you to all my sisters, brothers, friends, daughters and sons
Radee Reynolds Tyreece Joyner Thomas Lloyd Tunechii Ru Tiera
I. Nature of Merit Two points must be made clear : i What we

Recently Viewed Topics




© 2015