#63# safika ke endlin yam sabe sihluthi,ndangqengqa wabe uNha - TopicsExpress



          

#63# safika ke endlin yam sabe sihluthi,ndangqengqa wabe uNha edlala ngetoys zakhe bendimthengele alok,yakhala iphone yam beyingu Anathi Mna:hey Anathi:bbs nenzan? Mna:sihleli nje Anathi:ndiyeza ke nhe Mna: xap,saye sabeka iphone Nha:mama bani yowo? Mna:ngutata Nha:hutata? Mna:ewe uthi uyeza Nha:yeza heke avuya mma ke,ebevuya sana wayeka nezotoys,,oko emane endibuza ba ufika nin utata. Wade wafika ke wangena endlin Anathi:molweni,haybo caba beningazonyuka na? Mna:hay tshin sdiniwe Nha:tata puyile hoku wena? Anathi:ewe biy ubuyil utata Mna:uphekile khwakho? Anathi:hay bby sizoyani etwn maan asnopheka Mna: k,bendincumee klk bendisonqena dats why ndingayanga bendonqena imbiza yhu. Anathi:nxibani ke bbs sambeni ndiye ndanxibisa uNha ezinye impahla alok ebesele emdaka yho xa egqibonxiba ke veske angazidli ade afake izandla epokothweni,nd akazofuna uphuma phandle ngenyawo funa ufunqulwa ke. Nam ndiye ndanxiba,bekushushu mna kamandi ndazithi 2cm ke ndithembe ngemifisho ndiythanda andizenzi gqiba ndizchophise yho nd umntu wam uvele aphambane,bt ke khange ndichophise since bekusekumnyama alok,siye sahamna ke xa sphuma phandle Nha :ha ana afunu ngola phathe tata Anathi:haybo boy yatefa Nha:hay atefi zongoluNande sabe sihleka ke wamfunqula mna ndavala then saya emotwni sakhwela sahamba. Besizoqala kwa Anathi alok ebesanxibe mpahla yasespan,safika wathi ndimkhuphele impahla,ndiye ndamkhuphela wanxiba sahambani. Besizncokolela ke kumandi uNha ebeme ngenyawo ejonge efestileni emane ekhuza xa kugqitha imoto kuthi. Siye safika etwn Anathi:bbs ufuna utya nton? Mna:andaz bby bt ndicela siyeni eSpur maan, Nathi:nam bendicinga yena,siye sayopaka imoto senyuka ebefunqule uNha,sayongena eliftini yho akakhala uNha xa inyuka singesamhleki ebezihlohle kuAnathi entanyeni. Sade sayofika ke saphuma kwilift sahamba wafuna uzhambela ngenyawo sahamba safika sahlala kwitfile engenabantu,sajonga imenu,sakhe sabe sifuna amanzi nyan aziswa mna ke bendifuna iChicken wings,bendizthanda ke nala sauce yabo yechilli neye mustard mhmm,waorder iribs,uNha ndaqonda mandiordele chicken naye sahlala ke salinda, exesheni zafika order zethu,satya ke. Bekumandi emva koba sigqibile siye saorder Dessert nemilk shakes,bekumandi ke uNha ndamthatha ndamsa kulandawo yabantwana wayodlala nabanye,sabe simbukele sithatha nepics,sade sacinga uhamba ke siye sahamba sagoduka. Safika endlin kwaAnathi uNha belele yena kwasemotweni ndamlalisa estulweni,siye ke xa sfika endlin ndamthatha ndayombeka ebhedin Anathi ebesezivulile iingubo sogqiba ndakhe ndahlala phezu kwebhedi Anathi:bbs masovasa Mna:hamba nzolandela Anathi:ha a nfuna uhamba nawe pls,ebendijongile encumile ncooh unoncumo kekhona umbishe wam,ndiye ndaphakama ndakhulula ndashiya ezomphahla apho,ndathatha itowel naye wabe sekhulule sahamba safika wavula amanzi kwishower,sangena saqala savasana imiqolo sagqiba savasa ke kumandi,saphuma Anathi:bbsy masiye kuleroom iphezulu Mna:ngoba? Anathi:ndiyak,khumbula haibo mntuwam Mna:mhmm Anathi:awundkhumbuli wena? Mna: ndamjonga ndancuma Anathi:yabo,masambe bbs,,,siye senyuka ke istepsi bendiphambili mna. Safika khange sthambise klk izinto zisezantshi,sithe singena wabe endijula ebhedin endivula imilenze waguqa wabeka imilenze yam phezu kwamagxa akhe,wangena ngentloko wandiphuza mhmm bekumandi wamane endiphuza waske wamunca wade wafaka nelwimi lakhe,wayenza ke into yakhe mhmm bekumandi maan yazi,ndabe ndimqinise entloko ndingafuni ayeke,esdaleni ndiye ndamtyhala wavuka ndamtsala wavuma ndamguqula ndehla ndabamba into yakhe ndadlala ngayo,ibiqine ide imane ishukuma. Ndiye ndangathi ndiyaytshukuthsa,ndayncamisa for de frist tym,ndaphinda ndavula umlomo wam ndaymunca,wasondela mhmm ndenza into endingayaziyo,ndayatya stryt into yomntana bantu ebengesakhali ke ngk tjooo,ethetha ilangusge endingayaziyo. Wandibamba wandiguqula wancanca amabele am hake bendicimele mba,wasuka wavula idrawer yewadrope apho wakhupha icd wazfaka bendizonekile mna ebhedin,wabuya waqalisa undiphuza saphuzana wandijika ndaza ngomva wandingena ngasemva,bekunzima bt ndamva engena ndascreamer,wandisebezela...xolo bby ndabamba impundu zakhe ngasemva mnhmm ndadunusa nam kakhulu ndamnika yonke bekumandi engesathethi maan,wandijika ndangeaphantsi ndilele ngomqolo,wandingena bendingesancwini yho kumandi,umntu wam ebebile emanzi nam sendibilile ndeva umzimba wam usenza izinto ezifunny wabe eytshova ngamandla ubby mhmm bendimover mna kqala Him:mhm ya ya bby vula sweety vula vulaaa Likho Likho...Li....Khooo love you bby lo...ve youu... Mhm dammit nam bendimgweqile,ndimqinise impundu ndimnyhala kum siye sachitha kunye mhmm sacimela ephezu kwa,walala nam ndalala ndothuke sendingakwazi uphefumla,ndashukumisa wavula amehlo ndamsusa wasoske waphakama wathatha itowel phantsi kwezi besphuma ngazo kwishower wondusala naye wosula. Him:bby masolala Mna:mhm m maslale apha Him:k ke,siye salala thi umzimba wam ubungeselula ndiziva kamaaaandi... Molweni bonunuza
Posted on: Tue, 23 Sep 2014 10:57:55 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015