69. Imini kum ihambe njengesiqhelo I didn even saw the sms kuba - TopicsExpress



          

69. Imini kum ihambe njengesiqhelo I didn even saw the sms kuba ibisele ivuliwe , I think pha ngoo 12 I receieved a call again frm motla , I answered the fone .. Mna: hi Yena: hi baby unjani ? Mna: ndi ryt akhonto wena ? Yena: andikho ryt tu kunini ndifouna namhlanje ndada ndashiya ne sms ,, Mna: u founa nini khange ndibone na loo sms, Yena: hayibo ungaphosisi ihambile I sms emva kokuba ungandiphenduli ,, Mna: xeshalphi na , Yena : I think bekupha emva ko 9 Mna: hayibo I was out ndisenza I washing ,kuvele kuthi qatha apha entloko ukuphuma kuka Xolani ngesquphe ebheka emotweni eyidumisa ehamba ,, yhoo bawo wam yinto endizoyika bani le ,, Ye monwabisi yayazi loo sms yakho inoba ifundwe ngu Xolani Yena: uzoba ryt uzoyeka ukukwenza itshemba ayazba bakhona abafana nathi abazokuthanda, yhuuu besendingasamva kwa ukumva I just drop the call without even saying ,,I went to my sms, n I saw an sms, ibisele ifundiwe nyhani bendizothini bethu , ndithathe abantwana ndihambe? , ndizosuka ndiyephi bawo , khona xa ndimlinda uzofika athini kum , ndisacainga njalo kwathi qatha ukba mandifounele u manager wam I told her the whole story , she said , to me breath in and breath out , think about iimpendulo its not like you the only bad person apha , and please dont runaway ,kufanele naye imvusile lento , maybe ibiyindlela ka Yehova yomvula amehlo, mna am glad kuba ngoku uzomlinda sele unento yothetha other than ba ubuzova ngaye akuphoxe ube wothukile Mna: I onder ndizophendula kanjani cc . Yena: kakuhle nje . Ube right cc be strong this is your fight and God is with you ..she hang up .. Mmh ndipheka nje phaya ekhitshini uvalo lwenza izingqi , kuthe phaa ngo 4 late sele ndi packer iimpahla zethu ndayiva imoto isima , so I sent u cc nabantwana e mall to buy something so ndicele u cc ba bathathe ixesha ,nangona kwindawo ezininzi bekugcwele, Ndabona ukuba uyandibulala kufuneka ayenze loo nto abantwana bam bengekho .. Besandophuma nje, wangena I thought uzongena esele , but he was sober like a judge , ungene nje ndava ukushixiza kwenyawo uba uza ngapha uvalo lwenza izingqi ,,ungene nje e room(in) waxhoma I jacket yakhe wabuyela kum , wandijoonga , ndathula tu .. Esidaleni Thembi ngubani u Motla? Mna: ngumfana endadibana naye Yena: wajola naye Thenjiwe neh ? Mna: tuuu Yena: awuthethi na ngoku Thembi ,kwenzeka ntombi kuwe ungumfundisi noba usisf***e Mna: ndi ngumntu xolani onenyama negazi njengawe, onee feelings njengawe , nofuna uthandwa njengawe, wena ubhetele kungona uqala ngku ukundithandabuza uthini ngam , onendoda engasandibuzi noba ndinxibe I penti enjani , ohamba ezala abantwana nasebumelwaneni ucinga andiyazi ba wena unomtana kwesis strato sesithathu apha e next door uyalahleka uyolala khona mna kufuneka ndingakbuzi kuba ndingumfundisi boet andingo Yesu krestu ndingu Thenjiwe Mthembu onenyama negazi omncinci .. Ndatsho ndaphuma ndabheka ekhitshini , ndinomsindo Kuyo yonke lento Thembi ubone kubhetele uvele undenze lento Mna: ibamandi xa isenziwa nguwe aneh Xolani ,y ungenzi I divorce xa ungasandifuni endaweni yoba undenzele ezizinto ziphantsi undenzela yona , ucinga ndiyathanda ukufounelwa ngu laa mfana , hayi ntokbayo I got no other option coz ndiske ndaneqhenqa kuwe, ingathi watshata umntu ongazanga wamthanda Xolani: I love you Thembi . Mna: kudala ndiyiva loo restation yakwa A its either you divorce me 0 ubenam qha ke!
Posted on: Mon, 14 Jul 2014 09:48:42 +0000

Trending Topics



tyle="margin-left:0px; min-height:30px;"> This is a second-hand story told to me by a colleague. He had
"Al manejo evidentemente torpe que derivó en la lacerante
SPOTTED ON THE GOVERNMENT ATTIC WEB SITE Responses to Questions
I dont think that people really understand why celebrities get so
I not one to post negative comments on here as you all know so I
Letting go is not giving up. Letting go is surrendering any
HOMEM É BICHO BOBO. NÃO PODE VER UM TOCO DE SAIA QUE PERDE A

Recently Viewed Topics




© 2015