A MUST READ so anoyying that umntu wld excuse ubudenge - TopicsExpress



          

A MUST READ so anoyying that umntu wld excuse ubudenge ngothanda omnye umntu. angaqali azithande yena. Hy sisi Tsidi ndina 24yrs, ndinengxaki kwi relationship endikuyo..umfana ndidibane naye ngo16Febuary2011 then xesha elininz besincokola over the phone...So kwenzekile ngo19April 2013 sadibana ndaya kwakhe then saqala ke sathandana, akwabikhonto but kuthe 3weeks afta bendikwakhe ndambhaqa nentombi then wathi kum xa ethetha no ngumntu nje ebebisa kuye khangayazi ba nzambona so uyaxolisa.. Nam ndavuma saqhubeka nothando kwalile sisi emveni kwe3 months ndambhaqa again kwanalomntu umnye ndabhidwa then ndabuza ba kwenzekani stil uthethe amazwi aphosisayo then ndavuma so siqhubile sisi then ndamnka ngoOctober ndayeKapa kosista bam, ndabachazela ngalento yenziwa nguBF, so bona bathi ndiphumekuye, but akho lula cTsidi coz ndiyamthanda lomntu kakhulu, So xa ndibuya eKapa ndiye ndamcela siyoTester waqala wangafuni but eventually saya sisi, so results zapuma mna ndiNegative yena Positive so andamyeka saqhubeka wathi akayifun condom kum cause undiqhele without yona, nam ndvuma kuba ndingafunu ukumyeka and ndiyamthanda then silala ngaphandle kwayo but ndathi ndisajonge leyo kwathi kanti umithise lomntu ndandimbona ethandana naye, xa ndimbuza wathi ngekhe akwazi ukumyeka uyamthanda naye, ndazixelela ukuba ndiyamthanda then mandi accept lonto cause andifun ukumlooser So sisi ngoku lomfana one day he told me uba he had 5 galfriends ngoku sithandanayo so akazi uba uythole komphi ivirus, watsho ke uba hiz gonna change, but uworse ngoku, uyandxokisela athi hiz not home abe ekhona qha ehleli nalentombazana, I want to get rid of him but I don’t know how, cause andkwazi, and afta eteste positive saqhubeka silala without a condom khange ndiyotester again, so sisi andiyazi ba mandithini ...how do I leave him?why do I love umuntu who is treating me like trash but mna ndibe ndimthanda kangaka?Please Help???
Posted on: Tue, 12 Aug 2014 05:23:16 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015