A bantu ngeke ba dinge nto yo thetha e zweni yi lento kumele u - TopicsExpress



          

A bantu ngeke ba dinge nto yo thetha e zweni yi lento kumele u nake okungo kwakho wa hlukane ne ndaba zo mphakathi ubo bayeka abantu abano mona sube shame be qhuba i siphiwo sabo ezweni. If i girl friend yakho uyi thanda kakhulu kuthwa u dlisiwe, if a wenzi zinto ezi khombisa uku mthanda kakhulu kuthwa uyam user mxxxxm hayi mna o wam nga mane nje kuthwe undi dlisile. 1. O wam andinonga mniki i mali ye nwele ngenxa yoba kuzawuthwa ndiya bheja uyandi dla, ndizo hamba njani ezi ndaweni ezi serious no mntu one nwele ezi qothololo. 2. O wam ngeke atye i papa ne ntyorontyoro yase Kapa from nge 1st uyotsho nge 30/31 kodwa ndi khona ndiya sebenza. 3. Ngeke ndinga mniki i pocket money ekubeni ndi sazi into yoba nyanga ne nyanga kwamele abe se ndaweni yakhe caba xaseku fike elo xesha uzawu dinga nale yo thenga ii pads. 4. Ngeke o wam a nxibe i sundle ku banda ku tshisa ngenxa yoba enga sebenzi phofu ngapha mna ndi khona akho xesha e ndike ndi mfune ndinga mfumani ngalo. 5. O wam ngeke a nuke amanzi or a thambise i vaseline ndi khona, into zo thambisa mazitsho qho. Uba u zoya ngento yoba uya dliwa hoho awukazuba na mfazi ngoba ke eku gqibeleni ngu mntu o bhinqileyo ku fanele u menzele ya bekwa nase bhaybhileni i ndoda yi ntloko fanele i nakekele owa kwayo njenge ntamo i sekela layo, i ntloko ngeke i geqeze yodwa ingena ntamo and ubuchwe obuhle bu hamba ngabu bini ngeke u phile i lyf yakho yonke uwedwa. Su phikana naba badlalwa ngu sathana bayi demander(yo) i mali baku xelele uba Ayoye bhokhwe blah blah andi thethi nge zonto zi thengisa nge mizimba, ndi zama u veza uba u kwenzela u mntu wakho oku thandayo nawe o mthandayo and ne zenzo zakhe aziku khalazisi awu lahlanga xa wenza njalo susa la mqondo wo loko u cingela ngo dliwa ngokwe ntetha ya namhlanje. Yi tyani bantabam ndini thengele. #MC *e lala*
Posted on: Sun, 26 Oct 2014 15:54:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015