Abantu Bayathanda Ubuza Ibhasi Ibhaliwe! Here are the tipx to - TopicsExpress



          

Abantu Bayathanda Ubuza Ibhasi Ibhaliwe! Here are the tipx to answer... 1.Umtu uyakubona umithi kodwa usabuza,umithi? Yithi ndiqunjelwe. 2.Uyakubona ukuba uzamisa imbiza,abuze uyapheka? Yithi no swry ndiphipha umtana. 3.Umtu akubone ukwa KFC,abuze uzothenga ntoni, yithi ndizothenga icondoms. 4.Ukuba uyakufownela ngoo2 ebusuku,abuze ulele? Yithi ndixhela ihagu. 5.Xa ekubona kwilift,abuze uya e- offisini? No ndilinde i-office iyehla. 6.Umtu umphathele iflowerz abuze,are theze Rosez? Yithi ziCarrots. 7.eFreak(ini) akubuze unjani ngempilo? Yithi ndiyaxhuzula..ayicace ukuba ungumqaba-qaba awnojiva ugula maan. 8.Nidibane eTown nomtu welokishi yakho,abuze ubusiya etown ngelaxesha? Ha.a bendiyotheza. 9.Xa ekubona unxibe iT-shirt yeChiefs,abuze uliKhosi na? Yithi ha. a ndiziBlueBullz. 10.Ulinde itrain? Ha. a ndilinde inqanawa. 11.Uyakubona unxibe i-uniform yeskolo,abuze uyafunda? Yithi no ndiyaTeacher. 12.Umtu akubuze uchebile? Kodwa inqayi iyamenyezela, yithi no ndijije idreadz. 13.Uncancisa umtanakho,uzokhe abuze umtu ngumtanakho lo? Yithi nguBoss wam. 14.Uphuma kwa-Edgars,akbuze ubuzothini? Yithi bendzofuna ispare wheel semoto zikwi special apha. 15.Xa ekufownela usithi ulele,abuze unxibe ntoni? Yithi iRainSuit. 16.Umtu akbuze wawakhupha phi amazinyo akho? Yithi etoilet. 17.Itaxi fair yi R8 then ubhatale nge R10 uzoke abuze nibangaphi? Yithi yiBackSeat yonke. 18.Xa ekbuza uyazelaphi Afrikaans? Yithi eChina. 19.Ure in Cinema usakbuza uzothini apha? Yithi ndizobhatala school fees. 20.Akbone ufake iglassz,athi hybo unamehlo na? Yithi no zezocheba. 21.Nidibana eMall,athi hybo nawe ulapha? Yithi nah ndisezulwini. ****LEKKER DAAG MENSE**** #Tulio
Posted on: Sat, 21 Sep 2013 04:09:22 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015