Abantu Bayathanda Ubuza Ibhasi Ibhaliwe! here are the tipx to - TopicsExpress



          

Abantu Bayathanda Ubuza Ibhasi Ibhaliwe! here are the tipx to answer... 1.Umtu uyakubona umithi kodwa usabuzi,umithi?­yith ndiqunjelwe 2.Uyakubona ukuba uzamisa imbiza,abuze uyapheka?yithi no swry ndiphipha umtana 3.Umtu akubone ukwa KFC,abuze uzothenga ntoni yithi ndizothenga icondoms 4.Ukuba uyakufownela ngoo2 ebusuku,abuze ulele?yithi ndixhela ihagu 5.Xa ekubona kwilift,abuze uya e-offisini?no ndilinde i-office iyehla 6.Umtu umphathele iflowerz abuze,are theze Rosez?yithi ziCarrots 7.eFreak(ini) akubuze unjani ngempilo?yithi ndiyaxhuzula..a­yicace ukuba ungumqaba-qaba awnojiva ugula maan 8.Nidibane eTown nomtu welokishi yakho,abuze ubusiya etown ngelaxesha? Ha bendiyotheza 9.Xa ekubona unxibe iT-shirt yeChiefs,abuze uliKhosi na? Yithi ha a ndiziBlueBullz 10.Ulinde itrain? Ha a ndilinde inqanawa 11.Uyakubona unxibe i-uniform yeskolo,abuze uyafunda? Yithi no ndiyaTeacher 12.Umtu akubuze uchebile? Kodwa inqayi iyamenyezela,yi­thi no no ndijije idreadz 13.Uncancisa umtanakho,uzokh­e abuze umtu ngumtanakho lo? Yithi nguBoss wam 14.Uphuma kwa-Identity,ak­buze ubuzothini? Yithi bendzofuna ispare wheel semoto zikwi special apha 15.Xa ekufownela usithi ulele,abuze unxibe ntoni? Yithi iRainSuit 16.Umtu akbuze wawakhupha phi amazinyo akho? Yithi etoilet 17.Itaxi fair yi R8 then ubhatale nge R10 uzoke abuze nibangaphi? Yithi yiBackSeat yonke 18.Xa ekbuza uyazelaphi Afrikaans? Yithi eChina 19.Ure in Cinema usakbuza uzothini apha? yithi ndizobhatala school fees 20.Akbone ufake iglassz,athi hybo unamehlo na? Yithi no zezocheba 21.Nidibana eMall,athi hybo nawe ulapha? Yithi nah ndisezulwini ****LEKKER DAAG MENSE*****
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 16:07:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015