Abantu baku facebook bayathatheka sheym ndaxolisa ukutsho but - TopicsExpress



          

Abantu baku facebook bayathatheka sheym ndaxolisa ukutsho but yinyani :( Kwaduma uhlubo lwempahla zokunxiba ezibizwa ngo-OBEY and da next thing sase sibona abantu ku facebook bezbiza ngo-OBEY garl Siwe #Wtf!! :o #ok Now theres a swag clothing brand called SUPREME now all we see is dhat SUPREME nikka Trey #Rly_now???? :o #Ok Kwafika isele eligreen kermit ,hayike ngaSearch now Anathi Kermit Mpama :( :o Naku ke okuthusa kakhulu umculi thizen we hip hop uzibize ngo-OKMalumeKoolkat aibo :o ave sebegcwele oO-MALUME ku-Facebook wejesu #Sifelani_kodwa??? Kanye nabo OK sban sban smtng :v :v Asehliseni ispeed...niyabona ngath sibaleka kakhul ngeska Oscar? asiyeke ukuba omathanda izinto but #Kermit #Ndifaken izembe :v #ShiyekaPlz!
Posted on: Wed, 20 Aug 2014 20:18:48 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015