Admin cela undifihle....ndili lady elina 23 years andilwazi - TopicsExpress



          

Admin cela undifihle....ndili lady elina 23 years andilwazi uthando lwabazali bam...ndapasa u grade 12 2011 andafunda ngenxa ye mali den ndasebenza...kulo nyaka ndaabona ukuba mandipinde skolweni...ngetgemba lika NSFAS...ndabe ndandi savile njee....ndifunda e College Nsfas ebendibhatalela I accomodation qha nakona wandiyeka pakati kwanyanzeleka ndizibhatalele I flat biyi R650 mnthly yo bekunzima..... ngoku nxt year andunamali yakupinda skolweni ndikhala each nd evryday Bawo akandipgenduli ndizimisele ngokufunda ndibenobomi obuncono nasekhaa kuyahlupekwa mama wam andimaz noba wayap...ndicela nindincede bakhaya nindixelele apho ndingancedwa kona lyk nikwe student loan apho zozibhatalela mna xa qibo funda...kuba shiyekelwe nyaka omnye ikuze ndiqibe...... andinazo nempahla ezi zonxiba ndiyadlakazela....okanye ukuba ndubgafumana msebenzi obhetele kuba ndinaye u grade 12 ne certificate sika N4 public relationz nd drivers licence code 10. Ndiyabulela... LK4
Posted on: Tue, 02 Dec 2014 07:24:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015