Admin khandi fihle. Ayonto ingako le ndizayi buza kodwa ndi - TopicsExpress



          

Admin khandi fihle. Ayonto ingako le ndizayi buza kodwa ndi nqwenela nje uqonda apha ebantwini ngaba ndi cinga nge ndlela yam ndodwa na? Intombi endi thandana nayo i thanda imali too much uyayi cela, K ayo ngxaki leyo ndiya mnika xa eyi funa bcoz ndiya mthanda. Into endi dikayo ne ndenza ndi phelelwe ngu mdla wo mnika imali, xandi mnika le mali akakwazi ukuthi ENKOSI uvele ayi thathe ayi fake pokothweni athule cwaka. Uthi uze atsho ndi mkhumbuze ndim buze Y anga tshoyo noba enkosi... Senditshuba mna ngesi ngam lento indenza ndingasabinawo umdla wo mnceda ezintweni ezi funisa imali, ndi dinga nje u ENKOSI qha kuye, itsho lukhulu lonto leyo kum, lento ayenzayo ayi pheleli e malini qha, kwanto endi menzela yona akayi buleli. Ndicela ubuza kungaba ndi thatha izinto phezulu or ndi khathazwa nje yinto engena msebenzi? Khanivele nani singa bantu asi cingi ngoku fanayo or ndim lo hayi andazi khani vele. #Skhova
Posted on: Fri, 01 Nov 2013 07:49:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015