Admin ndfihle ndngaveli ndingulasis owayexele ukba ikuku yakhe - TopicsExpress



          

Admin ndfihle ndngaveli ndingulasis owayexele ukba ikuku yakhe ihlala imanzi kodwa engalalanga nendoda...izolo ndiye ecinic ndatesta iHiv kwa fumaniseka ukuba ndi Hiv positive ngoku ndinestress andaz noba mandizbulale na? nebf yam indilahlile poff bendingekayxeleli ngoku ndikulongxaki yokungonwabi...andaz kuba mandithini? @Bahlali aynguye locc ethe ibfyakhe isogqiba ukulala naye yamxelela ukba iHiv positive yena ucc akakayi eclinic uthi uyoyika sisafuna iinkcukacha zalobf yakhe yakQumbu...ningabhideki @Zingy mntase besingathanda ukukunika inkcukacha zika cc lo oxelelwe emva kweslalo yibf ukuba iHiv positive qha ngk ingxaki iphelile morse la72hrs futh usis ukude kunalondawo ukuyo wena usis ngowakQumbu #Stapura
Posted on: Tue, 19 Aug 2014 06:19:11 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015