Admin ndifihle njengoko usenza nakwabanye besewndifakela apo - TopicsExpress



          

Admin ndifihle njengoko usenza nakwabanye besewndifakela apo ebahlalini. Ndingumfana apa eKapa ona21 yrs ingxaki yam nantsi, ndinentwala zehagu nd ndiyazibona ndizisuse aziphele sumtyms xandiyisusa kusalele imilenze apa esikhubeni kum, ndide ndacheba nezinza bt hayi azipheli bendikhe ndavasa ngesiXhapa-Xhapa ngomgqibelo, so ndixakiwe noba zenziwa bubugqwirha ndike ndive abantu besithi ngumgqwaliso abanye bathetha ngoba yi STI so am so confused ndihambe ndiye klinik o ndiyobona inyanga. Angandijaja umntu azaziyo o operfect soze abenazo yena. Tell me masewuyifakile. *Lucs*
Posted on: Tue, 22 Oct 2013 06:15:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015