Ahahahahahaha! Mamelani okokugqibela, ndivela kwa Zakhele. - TopicsExpress



          

Ahahahahahaha! Mamelani okokugqibela, ndivela kwa Zakhele. Ndisuko thatha intsho-ntsho lenja, now xa ndifika nalo apha e Motherwell. Me: Bubele, nali intso-ntsho lakowenu. Ndilifumana ku Makhulu. Her: Hay ndiyaloyika mna, ngubani igama lalo. Me: Andilazi kaloku nam, ndaqala ulifunama namhlanje. Her: Ohk, ndizothi ngu Iminathi ke mna... Me: Hay, uyagula kengoku. Wakhe walivaphi igama le njena elinjalo? Ayingo Iminathi lenja. Her: Uthi akulazi mosi nawe. Ndizokuthi ngu Alwaba ke. Me: Hay yeka ndizolithiya ngokwam. #Usemuncu mosi lomntu.
Posted on: Tue, 08 Oct 2013 16:03:15 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015