Bawo oyiNgcwele,Law’la, law’la, Nkosi, Yesu! (Govern/Prevail - TopicsExpress



          

Bawo oyiNgcwele,Law’la, law’la, Nkosi, Yesu! (Govern/Prevail our God) Koza ngawe ukonwaba; (Happiness can only come through you) Ngeziphithi-phithi zethu, (Because of our struggles/challenges) Yonakele imihlaba. (The world is damaged).,namhlanje sibonga Wena,sibonga amandla aKho,unguMdali wethu,Thina ngaphandle kwaKho asinokwenza lutho,Sincede keThixo wethu,sivumele sibize Wena,sivumele sikuchukumise kuba nguWe onamazwi anika ubomi,amanye amasapho namhlanje asendleleni esinge apho azalwa khona eyobeka izihlobo nazalamane zabo ezibashiyileyo,abanye Tata balele ezibhedlele benxibe izinxibo ezifanayo kodwa izigulo zahlukene nceda keBawo thumela ongowaKho uMoya ubaphilise,abanye bazalise iintolongo benxibe izinxibo ezifanayo ezahluke ngamatyala abo,baguqule Mdali,Thixo kunqabe imisebenzi,kunqabe ubuntu,kuphele uthando ,sincede ke Thixo wam sizibika kuWe,sibulela nalemini usiphe yona,Sikelela uthamsanqelise usapho lwaKho,sondle ngeZwi laKho ngamaxesha onke,Amen.
Posted on: Fri, 16 May 2014 14:23:22 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015