Bethuna ndiqhubeka nayo emven komtshato engekabiko umntana - TopicsExpress



          

Bethuna ndiqhubeka nayo emven komtshato engekabiko umntana wesbini( Hlumelo ) ndiseno Zingce qha. U unathi akanaye yena umntana I exgf yakhe yaye ya preg umntana we colleague yakhe nt owakhe. Bendisenza I (BCom Internal Auditing) e Pta bt lomsebenz ndiwufumeneyo awunguwongo lo bendiwufundela. #Insert52# Sahamba ke saya e officen no Karabo, Karabo: k ke snazo nantso indawo yakho yohlala Me: enkosi Karabo: uyatheta Me: ew ndiyatheta Karabo: k ndikuve usangena mna ndiztheta zonke Saqhubeka noncokola, wayengat ndizomthanda ingathi ubu senzwana Karabo: oh ungu Mrs bani ndiboni ring Me: ndingu Mrs Mcetywa Karabo: lol, mingphi minyaka yakho Me: iyi 23 Karabo: utshate nin kanty Me: lst year June Karabo: haaa ubungxamele phi na gal ude ushata kula age Me: kanti unangaphi wena Karabo: ndine 24 and ngeze ndishate Me: hee ungade uthi awuzushatai, uhlala phi apa Karabo: e Tembisa, uyayaz Me: ndazi landawo ine caprive nela ine buzycorner Karabo: uyasela na mkhozi waz ndawo ezinjalo Me: bendiqhelu kuya ngoku bendisafunda Karaboa: ubufunda phi, mna bendifunde VUT aphe e kemptonpark campus Me: ok bendifunde Pta Karabo: haike sesiyazana ngoku masqalisu msebenzi, Wandbonisa ke into emandizenze nam ndazenza ke ndizenza kwi computer ndimane ndimbuza andbonise naye, Karabo: ngu 10 ngku yi tea tym. Sahlala sancokola no karabo,Saphinda sasebenza nge lunch satya yaphela ke imin kumnandi uhlala no karabo, saphuma ngo 4 ndabe ndilinde u unathi kwafika lantombi yase reception Her: hey Me: hi Her: ibinjan min yakho Me: ibi ryt shm Her: ndingu Zinhle ke mna khange ndide ndikxelele Me: k ndiyavuyu kwazi ke Zinhle Zinhle: u hlala phi Me: e germiston wena Zinhle: e Tembisa (Caba ithembisa ininz apha) Me: oh k Zinhle: uhamba nge train Me: ha.a ndihamba ngo myeni wam Zinhle: haibo ushatile khauvezi ring (ndambonisa) Zinhle: tyo kanti ithin age yakho Me: haibo klk u shata akuhambi nge age Zinhle: ew phofu nyan Wabe sefiku Unathi Me: bye ke gal sefika no myen wam Zintle: uphi ndicelu mbona Me: nankuya kula moti red Ndahamba ndaya ku unathi, ndavuli canga ndangena Me: hi lv Unathi: hey bbe( wandncamisa) sahamba Unath: ibinjan min yakho ke emsebnzin wako bbe Me: ibi ryt shm qa ndi sharer(I) I office nomnyu mfana bt ingathi u ryt Unathi: oh uya sharer Me: ewe nomfana ongu karabo ingathi ubusenzwana bt andika bikho sure Unathi: lol y usith ubusenzwan Me: lol ukhala ngo gal no mkhozi Unathi: masthembe nizophatana kakhle Me: masthembe nyan Sayoqala ku boy eskolwen sakhe sabuya wabe onwabile shm esenza neznto ezenziwa khona. Ndabuya ndapeka wabe iron yena unathi. Satyen sagqiba ndahlambi zitya wabe uboy sesozela ndmhlamba ndamlalisa, sahlamba nathi sake senze zabantu abadala. Salala Yafiki 25 ye birthday ka boy sathenga nje I cake. Ngenyi wkend wafounu Siba waboleku boy savuma ke wazomthata ke wahamba naye. Uhlala no cc wake ke plus nabantwan abai2 baka cc wake . Sasheka soi2 no bbe wam, wabuya ke sunday emthengeli mpahla. Kungo Febr ke ndihleli no karabo besivana shm ibingat ndihleli ne ntombi xa ndihleli naye sitya Magwinya ne tea besiwatya ke shm hay kancinc evryday uzanawo andtengele awam nam ndimbuyiseli mali yawo .Nditye lokqala ndisuke ndibe naar ndiye bathrum ndifike ndi vomiter ndiqonda afane andenza lento ndiza watya ndifike ndiwatye ndigqibe ndipinde nda vomitter, tyo hayke ngoku ndisuke ndiba dizzy Me: yaz ndiske nda dizzy marn anoba ndine nyongo Karabo: hee hay mkhoz yinton okokqala ubuye vomiter ngoku u dizzy ingathi kanti utye I xolo ne banana Me: mfxm awuphilanga kanen wena, ndake ndalale tafilen bt ndapinda nda ryt Lafiki xesha lophuma ke sa signer saphuma ngaphandle Karabo: bye ke darling ndiyafunu mbona ke lo Mr Me: ungamlinda klK nangoku umbome Karabo: tyu mzala uyavuya ufunabethe ban (wahamba ke ndasheka ndilindile kemna) waphumu zinhle Zinhle: hee usekhona na ndiba sowumkile Me: ndizohamba nganton ndingena moto nje Zinhle: ndaziphi wethu, iske yadika la chommie yakho ngoku oko kuthe kwafika wena Me: eyipi Zinhle: la gay yakho ingu karabo Me: lol u gay nha Zinhle: awumbon, zange wane friend engu mfana Kwabe sekufiku unathi esathet uzintle Me: bye ke gal Ndayokwela ku unathi, bendifika ndimbalisele ke ngo karabo n ibingamhlupi lonto. Sabulisana ke sahamba Me: tyu bbe bendgula namhlnje Unathi: ubunanto bbe cz ndiyakwaz wena ugula naynto le ingenamseben Me: bendgula nyan ndikxelel Unathi: lol ubunantni ke bbe khawutsho Me: ucinga ndiyaposisa ndiakbona, andizuba kxelela ngoba ucinga ndiazenzisa Saqhubeka no hamba ke sincokola Kungengomso anoba pha ko 3am ndafuneke toilet ndaye xa ndibuya tyo andabinasisu sandisho hay kancinc Unathi: bbe u ryt Me: haa isisu (wabe ndibona naye) Sabesindisho shm yayingat yilamin ndanditye I pilisi ku Zingce Unathi: bbe masiye sbhedlele Ndavuma nam ngoba asinalo neyeza eli sahamba ndahamba ndinxibe zo pjs safounelu cc wase nxtdoor besvana naye sashiyu zingce khona, sahamba ke sayofike ke Arwyp sayakwi cala le emergency safika ndafakwe bedin ke ndenziwa izinto zakhona ndafakwa ne drip ndasiwa e ward(in) kwatwa ndizo admit(wa) bt I hrs ezimbalwa. Ndalala ndavuka pha ko 10 wabe khona shm unathi caba ebehambile waphinda wabuya akapangelanga naye wabe eze ne mpahla zam Unathi: hey bbe uvukile(wand ncamisa Me: andiselambe Unathi: ndikupheteli mpahla zako bbe Kwangebu dr wabulisa Dr: uziva njan ngku Me: ndi ryt ngku Dr: ok siwenzile ama tests onke abuye ryt sibuye sinazo ne ndabe zimandi u ne 10wks preg, uzo discharg(wa) ke ngoku Me: enkosi doc zindaba ezimand ezo Unathi: oh enkosi doc Wahambu dr Unathi: enkosi bbe waphakama wazondi ncamisa( wabe engasavuyi shm uzoqaluba ngu daddy.
Posted on: Wed, 10 Dec 2014 10:17:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015