Chaptar 31 ndinga savuyi..ndabaleka ndaye room(in) ndazi phosa - TopicsExpress



          

Chaptar 31 ndinga savuyi..ndabaleka ndaye room(in) ndazi phosa phezu kwe bhedi..ndathathi fowuni yam phezikwe chest of drawers..ndafowunela myeni wam! Zuko:my pretty,cute wife Me:bhabha Zuko:nana Me:ndigqibo fowunelwa ngu malume wam Zuko:uthini sthandwa sika ta Zuko? Me:ebendixelela uba abakwa Mguqi bayeza saturday.. Zuko:andinxame bhabha ndifuna lamini inkulu kemna Me:eshe ntoni ekwenza nxame kangaka Zuko:ndinxamele nto zabantu abadala thyini..ndahleka Me:ow zamu linda nana Zuko:khawucinge bhabha xa isithi soyithu si busy and ngalo mini ifowuni zaba off..andifuni ziphaza misi xa ndityayo.. Me:unemikhwa..awukho semsebenzini dani Zuko:ndisemsebenzini lolo Me:usebenzanini kengoku? Zuko:work can wait xa ndithetha no mfazi wam Me:ungase ubuye nje sihlale sincokole Zuko:haha nice try nana..kaloku wena ndikuqumbele Me:uqumbile? Hayi awukwazi uqumba myeni wam shem Zuko:awufuni undiphekela kaloku wena Me:ndizaku phekela ngomso nana Zuko:oh! Me:buyela emsebenzini ke Zuko:oh ndacimi fowuni yam ke mna..ndafowunela u Awonke imic her kodwa thyini.. Awonke:mntase Me:uyakhunjulwa maarn wena Awonke:khumbula mna kuqala Me:ndizakubona nini kengoku? Awonke:soon,soon Me:u soon abengu soon ke nana Awonke:nyani sthandwa sam Me:sure ke..i ended the call..ndaphakama ndayopheka..bekuseku late..daddy ebe lele..gqiba kwam ndaphaka Akho besebuyile esikolweni ndamphakela satya wavuka udaddy..ndamnika okwakhe kutya..satya sincokola...kwangena makazi enge ncume.. Malusi:awuncume sisi kutheni u wine lottor na? Makazi:khawuthule Malusi torho..abathathi xabana mntaka bawo Me:uyeke mamam daddy Akhona:uyeke tatam sisi Me:eshee..uncumele ntoni ke mamam? Makazi:ndincumele lento ndiyiva ngo mamjwarha Me:uthini? Makazi:leya saturday maarn Me:oh andinxame..awulambanga? Malusi:soze angalambi njengathi yi bibo apha.. Makazi:khawuze nokutya kwam umyeke lo..AKHO khakhulule mama izihlangu..ndaphuma ndaya e kitcheni ndathatha kutya kuka mama..ndamnika watya sincokola gqiba kwakhe..sathandaza..sayolala.. 4days passed beku friday ekuseni..ndileli kamnandi..ndothuswa yi call ka Zuko.. Zuko:bhabham Me:nanam Zuko:khakhaphu myeni wakho kaloku Me:uyaphi? Zuko:uyothenga into zendlu o malume bayeza kusasa.. Me:ohk ndizahlamba kuqala Zuko:ok ke ndiyeza.. Me:sure..ndacimi fowuni..ndaphakama ndanxibi gawuni ne sleepus ndondlula i bhedi yam..gqiba ndayo chama..ndahlambu buso..ndaye kitchen daddy besenza breakfast.. Me:daddy Malusi:Zuzu Me:ndicelu khaphu Zuko uya e town Malusi:mkhaphe ngu myeni wakho kaloku lowa itya kuqala..wandiniku kutya..ndatya gqiba kwam ndahlamba ndaxukuxa..gqiba ndahlambi bhafu..ndabhinqi towel ndaya e room(in)..Zuko ebese leaving room no daddy besitya..asancumelana..ndaye room(in) ndathambisa ndanxibi track suit bekune ndawu ebandayo..ndakama ndaye leaving room.. Me:done Zuko:masibaleke tata sizo khawuleza sibuye.. Malusi:kulungile..sahamba..sibambene sayongene motweni sahamba..sancokola nje..safika e town sehla saya e picknpay..Zuko beqhubi troli mna ndifaka ukutya..sazula wandisa kwicala labantwana wabuka kutya kwabantwana..engencume..sade sahamba sayo bhatala..gqiba sayofaka zinto emotweni.. Zuko:awulambanga bhabha? Me:ndifuni pops kwa k.f.c Zuko:masiyo zithenga.. Me:hamba ndizaku linda aphe motweni..wahamba..wabuya sekudala.. Zuko:xolo nana kugcwele phaya Me:ok..wandiniki pops zam..sahamba.. Me:ungandiphaza misi ndiyatya.. Zuko:ndithule wabeka umnwe emlonyeni..ndahleka sahamba.. Zuko:uya endlini yethu or kowenu? Me:ekhaya Zuko:haybo bby Me:funeka ndiyolungisi ntozam bby ndiya kwa mamjwarha namhlanje Zuko:oh ok..sahamba wandigodusa..ndafika omama belinde mna..ndalungisa sahamba..khawule zile le mini or ndim lonxamileyo? Safika ekhaya..lonto maninzi lama khaya am..ndabulisa omalume..kwagcokolwa kumnandi..bapheka omama satya gqiba..kwalalwa.. Ekuseni sahlamba..kwenziwa izikoni..bendinxibe i skert sam eside esi blue ne shert e white ne blazer eblue ne pump e black..ndinge sa penic..omalume bathi mandithwale andadikwa..ndathwaliswa ngu mama..bafika o Mguqi..ndahlala eroomin..bathetha into ende..ndade ndabizwa.. Akancuma mamlunga..ndabuzwa uba ndiyamazi na uZuko..sajongana ndathi ewe..asancumelana..ndabuyela eroomin..baxoxa bagqiba bahamba..akwa culwa ekhaya kumnandi..ndangenelwa msg suka ku mamlunga..ithi ubungemhle sana..ngomso uzuze apha ndiyaku khumbula ntombi.. Ngomso ndim no mama zala wam nje :) ..uTHIXO mkhulu kodwa undithathe from zero to hero..from nobody to somebody from nothing to something..nawe ngalahli themba..nyembezi zakho uyazosula kuthi nqa abantu!! Mrs Mguqi yakuthanda eva?
Posted on: Sat, 30 Aug 2014 18:38:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015