Chapter 21 I was woken up the next day by my mom nganjani wona - TopicsExpress



          

Chapter 21 I was woken up the next day by my mom nganjani wona ubanda amanzi,i was so angry but ndazbamba tshin ngath ndine bhabhalaz zam ndibe ndivuswa kabhlungu,ngendishukumisile mos,ndatyhila mehlo... Me: ouch! Mom: ftsek vuka kwam Me: my head Ndaybambha yho it was heavy Mom: your head my foot,phakama maan kulesofa wena Me: khawume Mom: ndzawsuke ndikukhabe uphambane ke mna Me: yho With that say I stood up went to the bedroom ndazjula,I didnt even check what time was it...when I was about to doze off my mom entered the bedroom Mom: jonga ke subona ndikuyekile ucinge ndiyakoyika,uhambebsuku ucinge uzobuyu lale kwam,phakama apho ziyanda Me: kodwa mo... Mom: hela ndithe phakama apho Yho ndaphaka yeer bendinuka nje umphanda,I went to the kitchen and made myself some coffe black and strong,bendisifa mbem yi bhabhalaza.ndithe ndisaphunga saxuxuzela isisu,watshu one I heard hunters dry iyarhudisa kubanye abantu lool. Andasihoya haibo saqatsela,I jumped up ran to the toilet ndazkhulula,ubunothi ndiphuma amathumbu nge sound...when I was ndosula ndaphuma,washed my hands then went back to the house ndagqibezela la coffe...I then took out my phone and called hlehle,she picked up at the 4th ring Hlehle: girlfriend Me: ndiyafa Hlehle: whats up? Me: my stomach senzi sphitha nyongo She laughed Hlehle: thats hunters dry for you Me: wenzani? Hlehle: still in bed Me: haibo ngo 12:00 emaxesheni? Hlehle: ewe Me: ohk ke bye Hlehle: kanti wena wenzani? Me: ndivuswe ngequza mbem you know my mom. Hlehle: hahaha ndimazi nqo ohk bye. We hang up,hang over is not a childs play I tell you...Ntsiki came in andimaz noba ebevelaphi Khona followed after her,they sat down bavuli TV back stage. Khona: uyadika kelo black tage Me: back stage Khona: oho mis Ntsiki: lol mis ongenaphepha Me: Im correcting you mos Khona: apo khange ndikucele Me: oh uyandiphoxa ngok Khona: ewe ngoba uyadika ngok uhambe bsuku umdala gqith I looked at him he was dead serious yho ndajongi TV. Khona: ewe ufane walaqaza uyadika maan Ntsiki: thula wena Khona: hai akho kwakhe apha kaloku asovukela yena ebsuku angasqheli Ndase ndaxakwa,ukubone xakuthethwe ngawe in front of a child? He was repeating zonke ebezithethiwe ngo bendingekho ndakxelela,I just looked at him...my mom was out side akaziva nezoba ndiyaphoxwa.I stood up ndayobeka manzi. When they were hot I poured them in a cub ndayovasa ekamiren,bekunzima nojongisintloko ezantsi lol yho...soon I was done,i lotioned ndanxibi treck pent e black ne vest e red with my black all star,I tied my hair in a bun besendifakele ndimhle ke qha,ndayoxukuxa,saphinda isusu yho ngumhlola,went to the toilet when I was done ndaphuma ndavasi zandla. I spotted Ntsika coming from a distance,I ran inside the house ndayoma efestiren ndfunubona uyaphi...weza weza weza xafika ngasekhaya wema,he must be sick rhaaa wazondigqogqa,he took out his phone wafonwa myb he was calling me qha ke bendimthe wrong tens cabikhale palini wayphindisele tasini wajika,I was watching him from the window all this time. Wayosithela,I got out of the house ndamkroba he was out of sight,I went back inside took my phone and called hlehle again she picked up. Hlehle: ulibele nton? Me: lambhuzi isukapha Hlehle: which mbhuzi? Me: ntsika She laughed Hlehle: angade abeyimbhuzi Me: tshin ebezothin apha nxxn intloni zayaphi Hlehle: uzoba strong Me: lol ftsek bye We hang up,I was tired I just wanted to sleep qha ma oles ebengandiqheliseli,I went to sit out side,Ntsiki joined me,wafika sendijamela I wonder ufuna nton. Me: aibo Ntsiki: what happend to the ziyanda I know? Me: njani? Ntsiki: uve changed uhambebsuku uyasela yonke lonto Me: eish stage Ntsiki: ndizqhelile istage kodwa leyakho ayiyo Haibo lo mfaz Me: ndine stress zam mna Ntsiki: thetha nam Me: ever since ndashiywa ngu xolelo ndasuke ndanolaka maan,ndidikwa msinya and umsindo wam u fast,what hurts me the most yinto yocinga uyajola pha and hes happy wade walibala tuuu ngam. Ntsiki: if he realy loved he will come back. Me: better be not late Ntsiki: then he will fight for what belong to him. Me: yaz xasendizcingela ba he has moved on ndikrazuka ngaphakathi,its been 2 years now akabuyi akathini mxxm. I looked away I was happy that I talked with someone but at the same time I was hurt,tears rolled down my cheeks mxxm why khona ndizolilela umntu olibeleyo ngam mxm me and my fregile heart. Ntsiki: sshhh you will find someone who will love you more than he did,kusemhlabeni apha ayilolizwe lankenenkeni eli. Me: unyansile yaz. Bendizxolisa shym. Azba bambo lwam ukhedamephi ndihambe ndibetheka nje
Posted on: Thu, 24 Jul 2014 12:56:19 +0000

Trending Topics



x; min-height:30px;"> 4 of Single Size AIR Mats, and Air Pump Combo: 4 of Single Size
Agriscience: Fundamentals and Applications 2nd edition by Cooper,
HOW DOES IT WORK? Looking for a short stay flat to rent in
Valentino Rossi hoopt op overstap van Marquez naar F1. Repsol
Before BAZOOKA ROCKS III, get up close and personal with this
Darvas Box Theory A trading strategy that was developed in 1956

Recently Viewed Topics




© 2015