Chapter 26 KwaNolali Kusekuseni Thursday yakhala arlam - TopicsExpress



          

Chapter 26 KwaNolali Kusekuseni Thursday yakhala arlam kwiPhone kaMandla ekobude ubuthongo.Noluntu elele kwicala lakhe Mandla, Hayibo Mandla ngu 6:00 ixesha vuka. Mandlammmm mmmm ohk. NoluntuVuka uhlambe ndizobe ndiku iron-le into yonxiba.MandlaOk, masihlambe soyitow mani.Noluntu wamjonga.MandlaEwe masihambe, Luntu. LuntuOk.Bahamba bayohlamba.Noluntuyuu awasacothi amanzi kwezi bathroom taps zasezilalini. MandlaInjalo kaloku, ngumkokotelo. uNoluntu ume phambi kwesiphili esula inwela, Mandla wafika weme emva kwakhe. MandlaNoluntu, for yonke into endiyenze kuwe ndicela uxolo. Ndicela uxolo mfazi wam. Ndikonile kakhulu ndiyazazi, uxolo mamTolo. Noluntu ejonge uMandla esipilini before aphendule. Mandlashhhhh shh, noba awundiphendulanga but from now on I am going to show you in my actions just how sorry I am. wathambisa wanxiba uLuntu. Luntu(emkhwaza)Mandla ndikukhuphele la shirt yakho elight blue, no tie onayv, nebhukwe egrey ndisaya ekitchen. MandlaEnkosi.NoluntuEsenza ilunch zabo, yuu ndimlibele ukuba uMandla akayityi icheese.Mandla ekhwaza from eloungeLuntu masahambe okaye ndizoba late.Noluntuits fine ndizozihambela, nantsi ilunch yakho.MandlaEnkosi, no ndicela sihambe ngemotor yam.NoluntuOk ke, mandiyothatha ipurse yam. iknock emnyango MandlaNgena. SaphoMolo Mandla uphi uLuntu?MandlaKukho into ayoyithatha eroomin. SaphoMandla ndifuna khe sidibane siyifamily ngoMqibelo, noBonke ndimbizile uzobe ekhona. MandlaMama ndilate ndizokuphonela ufika kwam emsebenzini.LuntuMolo mama asilate. Hayi Mandla lungisa utie, tshini ufuna kuthiwa ngumnyeni kabani lo unotie abagoso?MandlaNdiryt ngoku? LuntuEwe.Baphuma endlini. Sapho encumileYuu anisebahle bantwana bam, ndiyavuya ukuni noba ninje, nibe mini emnandi.Bangena emotweni. Mandla&LuntuEnkosi mama. Mandlaawumhle sana. LuntuEnkosi. Xa engena inside the main house ufika uMadiba sele evukile ubukele uMorning Live ku2. Madiba wamjonga. Ubuleliphi? Sapho wamjonga wahlala phantsiWena ubuzwa ngubani xa ukula nkazana yakho?MadibaNdithi ubuleliphi Nolusapho?SaphoBendileli pha kwispare room.MadibaMna uthi mandilale nabani kengoku xa uleli kwezo spareroom zakho? Ungumfazi wantoni kanti?Sapho waphakama wahambaungazo ndophula umphefumlo ekuseni, please. Ngo 7:30 am uBusi uphuma kowabo ePhonela uVuyo. BusiVuyo uphi? Masihambe itaxi zingekapheli, sibhala ngo 9:00.Vuyo ephantsi kwengubo. Andiyi esikolweni namhlenje. BusiHayibo upaper two wemaths awuzumbhala? VuyoKhondiyeke ewe andizumbhala. BusiVuyo ndiyakucela, please I am begging you my friend, masiyobhala. VuyoNdithe andiyi awundiva na? Wa end icall.BusiYho yandenza istress kengoku lento kaVuyo. TaxiUyahamba sisi?BusiEwe.
Posted on: Fri, 08 Nov 2013 07:38:19 +0000

Trending Topics



ass="sttext" style="margin-left:0px; min-height:30px;"> f748am67 Killer Filter Replacement for ENGINEERED FILTR
Thank You Robert Keller for allowing me to join your group!! Here
Musisi dengan banyak bakat musik selalu mengadvokasi pentingnya
HAPPY ALL HALLOWS EVE!!! We are excited to welcome the re-birth

Recently Viewed Topics




© 2015