Chapter16 yaqhubeka i couldint wait to get off that taxi,siye - TopicsExpress



          

Chapter16 yaqhubeka i couldint wait to get off that taxi,siye safika ke sehla estopini umamkhulu wabhatala Mlu refused to take the money zange abulele kangaka umntomdala wayede engathi unezinto eziguqayo haybo angade aguqele lanj** sogqiba endikweleta imali engaka i was pissed,anyway sabulela kumomkhulu sahlukana tshini akabuzi noba how are the things ekhaya umamkhulu kuba soze uba akayazi uba utata akasahlali ekhaya but ke wethu ihamba apho ifamily, safika ekhaya satya salala sasidiniwe and umntakamama wonzakele zange ndisafuna nokwazi uba befunani ezinyosini uLwando ndambona naye wayethukile shame ngobhuti Izinto zazisiya ziba maxongo again esp into esiwa phantsi kwempulo kaloku ndandingasayi kwa Nomzi and usis Thoko wathi balinde lento yetyala then umthetho will decide uba we will go for adoption or what and she told me uba izawuthatha ixesha lonto ingaba zizinto zanext year, ndandithandaza nje uba singasiwa ndawo yhini soba yintoni ukuhla la komnye umzi.kwase kusondele iintsuku zekrismesi ke ngokuNonki ziphi ezethu iimpahla next week yichrismasyayingu Lwando ke lowo kaloku bayaqala ukungabi nampahla noko utata wabo wayebazamile kula nyaka ziyeza xhego kaloku ikrismes inext week so nam ndizayonithengela next week ndandingazi uba zizavelaphi wethuuzoyithathaphi imali? heee hayi ke ngokuizawuvela ezulwini boyndatsho sendiphakama ndingasafuni follow up question Kwakuzi 19 kungecawe sizihlalele ekhaya ndandisendlini caba ndabiwa bubuthongo zaya ooboy babedlala ibhola apha phandle,ndeva ngo Lwando endivusa endinika ienvelope ewhite,uyiththaphi boy ndabe ndiyiva inemalikomnye ubhuti udriver itaxi uthe ndinike wenanguMlu ndayifaka phantsi komqamelo ok ke boy hambodlalandayivula kwakuyimali nenote ethi nantso imali yakho enye uzayifumana next month awukayeki ukufe** ude umithi nj**i was not ready for that like realy now ndabala lemali yayiyi R2500 eish i was happy at the same ndacinga ngomama wam i had 2 minds about this money...
Posted on: Thu, 18 Sep 2014 10:20:30 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015