Conv between mna nalo makhulu naba bhuti babini #makhu:molo - TopicsExpress



          

Conv between mna nalo makhulu naba bhuti babini #makhu:molo mtanam #me:ewe mama #makhulu:unjani ungowaph nah mfana #me:ndap.la mama ndingowalapha kwa nhlela #makhulu:yoh umhle mtanam(ancamise isandla andisondeze andincamise nezidlele) #me:ndabulela #makhulu:yuh umhlantla be2na umhlophe yoh ngase #zandisile atshate wena lona yini lomtana thixo #me:ndancuma #ababhuti:yini ntombi yizapha awumhle yini tana (ndijonge phantsi) #ababhuti:bandijonge larwae #me:ndamka ke #makhulu: (akandikweci emqolo ujonga aba bhuti sana) #me:ndimkile #ababhuti: (ndapiwa mali yeh drink wathi zaphinda andibone ndimhle lol) #me:enkosi #ndizothwalwa_ndakuxelela
Posted on: Thu, 08 Jan 2015 13:05:53 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015