Dilemma 6/11/2013 Hai sis Tsidi, Ndingu Mphulaphuli ndilapha e - TopicsExpress



          

Dilemma 6/11/2013 Hai sis Tsidi, Ndingu Mphulaphuli ndilapha e Port Elizabeth. 2008 Ndadibana Nomfana Ndaze Ndatandana naye kwade Kwa ngoku, Kuthe Ngo 2010 sabakwi Long Distance Relationship kuba waya wemnka apa e Bhayi ngenxa yengxaki Zakokwabo kodwa ke Ndisenaye simane sibonana nge holidays or long weekends. 2011 ekupheleni (November) Ndadibana No Sugar Daddy waye enemali endenzela Zonke Izinto Ndajonga Kuye ke Ndamtanda wabe endishiya nge 30years yonke baqhubekeka Bomi kodwa esekona Lomfana wam naye. Kuthe 2012 Ndadibana Nomnye Mfana wase Mtata Sathandana Saqhuba nayo yayi Long Distance Relationship kuba sisathandana nangoku. Lo sugar Daddy wabuya naye Ndamamnkela Saqhuba again apha ku 2013 kuba une mali. Ngoku Lo ndandinaye qala uyandithanda kakulu kwaye Zimisele Ngam, no Sugar Daddy akafuni Ndiyeka uthi zininzi gqithi Zinto andenzele Zona, ngoku lo wase Mtata ufuna unditshata ngalo December. Andiyazi Nditini sis Tshidi kuba Ndibathanda boba thathu kwaye banendawo Zabo apha kum. Andiyazi Ndiyeke Ompi Ndithathe Ompi.
Posted on: Sun, 10 Nov 2013 08:44:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015