Ei unamandla uJesu wam,ndilala ubusuku bonke ndingatsixanga - TopicsExpress



          

Ei unamandla uJesu wam,ndilala ubusuku bonke ndingatsixanga emnyango,iworse umnyango awvalisiswanga umntu uphume ndilele ecinga ukuba ndizovuka ndiyovala ndaske ndatsho utipa d whole nyte,andiyazi bubuthongo bebuvelaphi obu bungaka,oh ndiyabonga Gazi lemvana sisilishiwe ngegazi likaJesu bazalwana,noba ulelu ngathandazanga ukhuselekile fear not akozeli esihamba naye,enkoc bawo,ndethuke ngo4 ekuseni.thnk u my saviour.
Posted on: Sat, 05 Oct 2013 01:10:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015