Ey kodwa unzima umntu koko ebendicekelele uba mandim boleke imali - TopicsExpress



          

Ey kodwa unzima umntu koko ebendicekelele uba mandim boleke imali uzokundi nika ngolwe sine ndamnika phofu ndamxokisa ndathi ufone ndothengela umntana wam ukutya qha zokuncama ndimnike le yosana lam coz ebesenako ukutyana kuba ndimcingela esithi elakhe isana alinalo nale yofaka phantsi kwe mpumlo wafika ulwesine ke akafona andamfonela indoda yakhe yamkele namhlanje akafoni yaphela imini ndaqonduba makhe ndimfonele bathi abana mali jho he unzima u mntu kodwa
Posted on: Fri, 28 Jun 2013 18:26:58 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015