Fihla admin. Ndingumfana apha ona 28 yrz n ndithandana apha nelady - TopicsExpress



          

Fihla admin. Ndingumfana apha ona 28 yrz n ndithandana apha nelady elina 33 ngunyaka wesine lo sadiba. Ingxak apha my lady went 2 visit her family its bin 3wiks ngk akabuyi n she claimz dt ukrokrela umita bt she doesnt giv me itshansi yomsapota kb akasahoyi icllz zam aftr a little argument ndaske ndakweleta efounin. Ndizamile ukuxolisa amathuba amaninz kodwa hayi akafun kuva. Ndiyamthanda lomntu kakhulu kwaye ndizimisele ukumsupporter ngendlela zonke nalomnta ukb umithi nyhani. Kwaye andifuni kwahlukana naye. Ithwan bahlali into enje should i 4get abt her n move on wth my lyf?
Posted on: Tue, 29 Oct 2013 11:38:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015