Fihla admin pls. I have been dating this guy that I met here on - TopicsExpress



          

Fihla admin pls. I have been dating this guy that I met here on Facebook...its been 6 months simane sidibana kube mnandi..ndiye kwakhe siphane kube yilonto....last week my mom undcele ukuba siye kowabo kuba kukho umsebenzi wabe no BOYFIE esith kukho umsebenzi kowabo...fine sahamba no mama saya kulo mama...yhooo guys ndavela ndaphelelwa ngamandla xa ndifika u baby ephaya esebenza ebuhlanti phf kuthwa mtshana xa ebizwa....my uncle introduced me to him esith ngumntwana wakhe wasecaleni....I have deep feelings for the guy andiyaz ukuba mandithini. Yena uth masyeke mna andifuni okanye ndizakuzbulala ndithini khanicebise Lhez
Posted on: Wed, 17 Sep 2014 18:51:42 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015