Fihla admin plz ndingaveli ndihlutshwa ngutata womntwana wam - TopicsExpress



          

Fihla admin plz ndingaveli ndihlutshwa ngutata womntwana wam besithandana kakuhle ngoku utshintshile uyachita n uyandibonisa uphendula ifoun ndikhona ndiyambhaqa nentombi yakhe indithuke intombi yakhe naye xandimbuza uthetha into ayifunayo aphakum ingxaki wayolobola ekhaya wahlawula nomntwana bt ngoku akasahoyanga nalomntwana akasathengi kwakutya kwampahla ndithin ndimyeke o ndinyamezele cebisani bantu. #Nana
Posted on: Wed, 06 Nov 2013 21:05:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015