Fihla ndngavel,ndinalomfana ndthandana nae si+soy2,ingxak ilapha - TopicsExpress



          

Fihla ndngavel,ndinalomfana ndthandana nae si+soy2,ingxak ilapha andihlabi naliti ngk akafuni condom phofu uyayaz nae lonto ingxak yam andifuni mntwana.Siya treater soy2 nd mna ndisandoyqala treatment yna kudala.Ndicela ubuza nba ndrong xa ndisiti kue masi Yeke kuba mna ndfuna ukujongana nempilo yam.Bekade eyfuna condm hay ngk ndixakile,bt ndiyamtanda shm and andmfun omnye umnt coz andifuni kuhamba ndisasaza isfo sam sekungcono kwalo bendphathele. Thnx
Posted on: Sun, 21 Jul 2013 11:30:27 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015