Fihla pls, ndiyi tar ena 25 years old, ndi hiv positive bendi - TopicsExpress



          

Fihla pls, ndiyi tar ena 25 years old, ndi hiv positive bendi thandana nale ntombi ina 28 years but yona beyinga ndazi nda xoka ndathi singo ntanga. Le ntombazana ayoya lapha yayi fikele ko mnymzi apha ngozo sebenza as a domestic worker, sa thandana ke imane isiza apha e ndlini si lale without condom ndoyika u mxelela ngam. Eku hambeni kwe xesha sa xabana ke ngento e serious kakhulu wade wa khalala nalo msebenzi ebeze ngawo wa hamba wathi uzawu funa omnye phambili we mka kulo mzi ebe sebenza kuwo e xokile wathi u gulelwa ngu mama wakhe uzawu phinde abuye kanti semke umlibe, ngoku xandi mane ndi founa uvele ayi cofe nje i phone anga thethi or ayi cime. Osendi phezu kwako ngoku kuba mandi mxelele ayo tester b4 its to late, ingxaki yile yoba usenale anger anayo ngoku endingena siqinisekiso soba uzawude abe right ngokwale ndlela kungayo and andi funi u mxelela kwangoku iseyile ngxabano kungase ndi mxelele ku right kungabi lento ndiyi veza kuba sesi xabene yenze izinto zibe worse. Ndenze njani na? #SKHOVA
Posted on: Thu, 07 Nov 2013 08:16:23 +0000

Trending Topics



ght:30px;">
Dear Sir/ Madam, We are RAYDEM&VINC-MAK-SAN GROUP. RAYDEM
If you have been involved in an accident and have been approached
Friday October 10 Ah, yes! The trade winds are back! The moon is
Aadhaar card : A Must Must Read A Scene in
Membership and Discipleship: Members, followers or disciples of

Recently Viewed Topics




© 2015