Fihla wethu! Ndingu cc ona 31 x ina 36 Sasithandana ke sisaziwa - TopicsExpress



          

Fihla wethu! Ndingu cc ona 31 x ina 36 Sasithandana ke sisaziwa kwi fmly zethu soy 2 saxabana mhla wafika endlini ndihleli nalo bhuti wabe kukudala efown qha ifown isemotweni ndingayiva wathi bendingayphenduli ngabom, saxabana ke wachaza la bhuti uba asithandani wathi siya xoka waqalisa uba nesikhwele de wandibetha ngenyimini esithi ndiyamjolela, wandilahla ndabe ndimithi wamphika umntwana nangoku sendisiwe kowabo wamphika esithi ndiyazazi bendingathandani naye yedwa ephosisa, ndamfownnela after sibuya kowabo wandithuka awgqiba wa cut fownn ndamsendeka sms ethi akunandaba xa esithi ayngowakhe, wathi mandohlukane naye ndiyofunutato mntwana, waqalisa uhamba namantombi phambi kwam, ndahlangana naye etown kwakulomalanga ehleli nentombi emotweni yakhe wandijonga nje wangathi zange wandibona. Ndemka ekhaya ndifumene umsebenzi 3 wks later weza ekhaya ehamba nomalume wakhe ezoceluxolo ezovuma nomntwana esithi ingxaki besixabene so lento ivele ngexesha elibi, wathu tata akhonto azophinda ythethe yena cz wandihlaza, wamane fownela ekhaya afownise umntu ongu cc ecela mna, ndabe nditshintshe kwa ino yam, andaze ndimbone futhi ndabeleka umntwana wam xa ena 2 ndabe ndisekhaya ndahlangana naye etown ndihamba nomntwanam ofana naye ngento yonke, ehamba ne gf yakhe, weza kum wabe encokolisa nomntwanam owayezidlalela, esithi kudala endifownela ayphumeli no yam ucela sithethe ndath ndi bussy wandifownela ekhaya later esithi ucela sihlangane ufunuthetha nam, andafuna cz ukumbona kwam eteketisa umntwanam kwavusa isilonda ebesesiphela, mhla wayendibetha ndimxeleluba ndi prgnt endithuka ngobufebe wandiphika, weza the ff day ehamba ne family yakhe ezoceluxolo futh efuna nothetha nam ekhaya bathi if ndiyafuna uthetha naye ndingathetha but if andifuni abazondinyanzela. Ndavuma ngenyimin uhlangana naye ndamxelela owakhe umntwanna waphuma ngelaxesha wayendibetha endithuka endiphika, endiqhayisela ngamantombi wakhe ndimithi ayngowakhe lo, wayethe mandizifunele utato mntwanam so unotata wakhe lo, useyinto ibila emveni kwam and umntwanam ufana naye nangomkhango osentanyeni, and uyambona uba ndimhoyile, sisdudla esiteketiswa ngumntu wonke esithandekayo, and uyazibonela naye xa emthatha angavumi tu. Uthi wazama uthandana after sohlukene kuba efuna uvala indawo yam akakwazi irelationship awangena kuzo zange agqibe ne 2 wks kuzo bebevele bamdike abayeke yena wayefuna ndibe jelousy but after kuthwe ndemka zange aphinde abenomdla wothandana kuba wayendithanda kuba ebeqaluthandana nalo cc ndandihlangene naye ehamba naye but after ebone mna khange aphinde abenomdla wakhe, akasaphenduli ne calls zakhe ucela sibuyelane sikhulise umntwana sobabini. Yena usebenza emsebenzin orite,,, kwa Eskom andinothi wayebaleka ukondla kuba imali unayo qha wayegcwele ubu selfish, Bosisi ningamvumela umntu oningcungcuthekisileyo nge xesha le prgnance awgqiba aphike kwalomntwana, xa efunubuyela ebomini bomntwana???? Bobhuti. Xa nisoloko nisithi niyasithanda y xa uthe wabona into uythathela phezulu noba ungena enough evidence? Y ungafunubungqina b4 uthathe I action or idecison ngento? Xa uphika umntwanakho ube umazi umamontwana ebelala nawe, usifumanaphi isibindi sokude umphike umbize ngamagama kanti usezofunubasebomini balomntwana? Uyabona ngoku nam ndiyaziphangelela andidingi mali yamntu, na ndinemoto yam njembe wayendiqhayisela ngeyakhe namankazana khe
Posted on: Tue, 30 Dec 2014 08:28:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015