Gm admin ndingu mjita aphe nu6 ndina 25yrz yazi ndithumela le - TopicsExpress



          

Gm admin ndingu mjita aphe nu6 ndina 25yrz yazi ndithumela le post ndse bhasin eya emsebenzini kuba ndicapuka kwaksasa ndivuka ndishiya igf yam ithe dudlu ebhedini, ndiya understander umsebenzi unqabile bt aythethi lonto umntu makabe choosy xa ifika abe emisa ngekaka ye diploma nd asoze aphangele ezvenkileni yena kodwa umntu ajike afune ungene fo yena evenkileni xa efuna ibrazilian hair end of da month....noba umntu uyamthanda kodwa xa ingekho iprogress uthando luyadika i wnt a woman who motivates me sivuke sileqi bhasi soy2 unga exceli ekygcwaliseni mna ngendlela endiyitya ngayo mali netshomi hay maan ndingabe ndi unfair f ndinomxelela lomntu indlela enphethe ngayo lento yakhe yophakamela imisebenzi
Posted on: Wed, 13 Nov 2013 04:29:36 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015