Guyz apha kuphiswa nge mali ey 2million kuthiwa - TopicsExpress



          

Guyz apha kuphiswa nge mali ey 2million kuthiwa funeka uwele i dama uphinde ubuye kweli dama kukho oxam hey abantu bayoyika ethubeni kwa fika ixhego elinxilileyo lafika lama lajonga aba xam kwafika umntu emva kwela xhego lamntu wa tyala eli xhego pha la dada ixhego labuyala kwathiwa yess winile lathi ixhego minqunduye ne maliyenu funa le ibindi tyalile*
Posted on: Sat, 27 Dec 2014 07:24:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015