Hay kodwa ezinye izinto azikho ryt bethunaa, oko bendingekho ryt - TopicsExpress



          

Hay kodwa ezinye izinto azikho ryt bethunaa, oko bendingekho ryt suka ngo lwesithathu umoya wam uphazamisekile ngumkhuba oogqubayo ombi owenzeka apha eNyarha, nangokundise nayo indawo enomsindo. Eyona nto yenzekayo endingayithandiyo yile yoba kukho abantu abafaka abanye kwi Insurance covers bezazi iimeko zabo zempilo baba Insur(e) ngeemali ezinkulu, R10 000, R20 000, R30 OOO Ukuya koo R60 000, ze sakubhubha isi arm sika Thixo zitshone ezikawsini iiBeneficiaries ezingababantu babafakileyo kwizi Insurance covers, kudingwe kulo mizi kubotshwe amaxonya kwenziwe amabona ndenzile njeba makuthiwe umntu ungcwatyiwe babe abantu beqamele ngee Death Certificate zababantu ba Claimer kwiveki elandela isingcwabo, hay ayindivisi kakuhle lonto njengamntu noko ntoo zobawo esi ischeme sokwenza imali asilunganga, ibe worse abanye baba bantu bahambela phezulu be cela amalizo besazi mhlophe ba imigodlo yabo isafe, andithethi ke abanye ufike bebayi 10 nangaphezulu befake umntu omnye be as it may bangaveli nange tshengele wakubhubha umntu. Zikhona ii avenues zokuncedisana nabantu abangathathi ntweni nalapho abantu bakuthi abanyaniseki tuu, athi umntu ebesamnkela indodla/nkam nkam angabinawo nomas ngcwabane hay shame imbi lonto leyo, sendsithso nakwaba baba gcinela ama Card abo bona bacinga ntoni maan. Lo umkhuba fanelwe uliwe ngoba awulunganga, unee elements zobugqirha futhuz, *SENDTSHILO*
Posted on: Sat, 16 Nov 2013 11:58:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015