Hayi ndiya vuma ubu febe yinto e khoyo and into ise mntwini kodwa - TopicsExpress



          

Hayi ndiya vuma ubu febe yinto e khoyo and into ise mntwini kodwa aku xelwa le, and andiyi libelanga nale piece yoba kuyo yonke i misebenzi kuya fetywa. Kodwa uba une ntombi e sebenza i security ne cleaner wheeeeeew awuna mntu apho chitha u tyiwe abawu vuli amathanga suka ndiyeke. Anditsho ke bhuti uba yeka u mntu wakho njalo ngenxa yoba e sebenza lo misebenzi kodwa nje ukuthi nam ndi phuma kwi security industry izinto bezi senzeka phambi kwam and ndiya wazi nama reasons a dala aba nyanzele u kwenza lonto, nama cleaners ngoku njalo kulama site ndandi sebenza kuwo ndandiyi bona i mihlola njenga ngoku uba ndisayi bona. Nazi ke ezinye zezi zathwana endizazi gqabaza andizuzi beka zonke. 1. Kwi security industry akhonto i hlupha njengo ngabina roster ubesi spare ungabina site futhi o mnye ude a gqibele se phelelwa yi ntliziyo ngoba uke a sebenze nama langa a shotayo a vele a yeke ayo marketer kwenye i company ngenxa yo hlala esi siwa ngapha na ngapha, wonke u mntu u funa i roster ne permanent post plus ne grade e ngcono nga phezulu nto leyo i dala ke uba xa i ntombi i jongene nalo situation ku lula uba mayi vume i supervisor ngenxa yoba i funa konke makuyi lungele and ayina choice xa i supervisor i mthembisa ngezo zinto nakanjani akho ku jikela mva kwendlu. 2. Enye into e xhaphake kakhulu e khalisa a bantu kakhulu kwi securiy zi warning forms zi phuma ubu thaphu thaphu nge phutha nje eli ncinci ole nzileyo warning form ude u loose(e) ne site lento i funwa ngu mntu wonke ngenxa nje ye warning forms or kuphele u msebenzi, and ke naxa i supervisor iye yaku funa awayi vuma sowu phenduka i enemy kuyo awu last kwi ndawo o sebenzela kuyo so a mantombi a cenga ne zonto ke wonke ama phutha wayo yona xa i jola ne supervisor a phelela e moyeni awa fiki e office(ni) 3. Kuna lento yama grades i company ezi ninzi azi funi u promoter a bantu kodwa ba nawo wonke ama grades wonke a phelele, i supervisor i vele i mthembise ngoba iza msheshela i menzele into zakhe zi lunge nga phezu koko abeyi nduna a phathe e site(ni) obvious ne ntombi iya bona i mpilo i khona apho iya vuma noba ayi mthandi lo mntu. 4. U ninzi lwe supervisors kwi security lune sgezo bane favourism too much bana bantu babo ababa khethayo for ama overtimes, kodwa xa uyi ntombi ye supervisor uwa bulala wonke ama overtimes futhi nga phezu koko i landwa nge moto ye company apho i hlala khona for uyo kwenza i overtime kwa lento nje ikuku bulaleka nge mali ye transport i yiva nje nga bantu i ntombi e jola ne supervisor, awuzi buzi ngoba kutheni wena uba yi ntombi e theni le ingena xesha la ndoda layo e nyangeni i offer kayi 2 or 3 qha? 5. Ku ngako u bona i ntombi yakho bhuti ithi ina 4 months i ngenule e company(ni) uyive seyiku xelela uba ise control or iyi nduna e site(ni) phofu ngelo xesha lo mntu aka nayo ne expireience le wazi thenga kwa i ncwadi ze security zange asi fundele, ndlela le ba bhora ngayo ke xabe ngene kwezo zikhundla xabe thetha nawe uyi ndoda kuba ngathi ba thetha no mntwana ona 6 years ungade u mqhumise nge mpama xa uyi ndoda e khawulezelwa ngu msindo. And azi zinja kabi a mantobi a ngene ngo vula a mathanga kwezo zikhundla azi mpimpi. 6. And ke kwa manye ama sites ku setyenzwa ka nzima kuya miwa 12 hours a nzima for abantu abango sisi but baya sebenza ngoba be ngena choice, so i supervisor iya mxelela uba iza mzamela i post e right for yena and ezaba ku futshane na lapho a hlala khona xa e funa. NGA MADODA A THWALA KA NZIMA KULO MSEBENZI. Ama cleaners ndiya buya ngawo ndisa hlamba ngoku. **Hlesko**
Posted on: Fri, 12 Dec 2014 14:11:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015