Heee Yazii Ndigezelwa Ngomnye U Cousin Wam Apha, Undthumelele ii - TopicsExpress



          

Heee Yazii Ndigezelwa Ngomnye U Cousin Wam Apha, Undthumelele ii Letter, Which Reads No.22 Hani Street De Doorns 6875 TMan Mnganam, Endimthandayo Ndiphilile Okwe Geza Eli Buya eBhofolo, Im Writing This Letter Since Seku Sondela ii Holidays, So Ndicela Ukuzo Chithela ii Holidays Zam Apho Kowenu, Njemba Nawe Wawukhe Weza Ngo June Wazobulala ii Groccery Yase Khaya :o Ndithi Ke Nam Ndibuyisa Izitya Mamela Ke : Njemba Nawe Wazibonela Ndivuka Nge All Bran Flakes, Okanye Nge Honey Cherios, So Kowenu Andizu Yamkela Eyovuka Nge Weetbix or Nutrific, Ndilindele ii Muesli Ene Plain Yogurt Nawe Wawuyenzelwa Aphe Khaya, Ngoku Wawulaphe Khaya, Wawuyi Nikwa ii Some More, Uphinde Futhi Uphakelwe ispheke-Pheke Se Side Breast Nakowenu Andilindelanga Uphakelwa Ama Phiko Or Umkhwepha :o Jonga Ke Ndfuna Uqinseke. Ngobazisa Ukuba ii Remote Yase Khaya Yayiba Lapha Kuwe, Nam Ke Andino Bukela oMuvhango Zikhona ii Comedy Central Kwi DSTV premium, Ndilindele ii Polony Yakwa Enterprise Not Ela Yeza Le Polony Wawuli Phatha eskolweni.. Lastly Im Allergic 2 Fusion And Oros, Nawe Aphe Khaya Wawunga Tendwa Ngezo Zinto.. Wawu Tendwa Nge Acidic Drinks Like Sprite, Spar Letta etc , Oh Andikwazi Ukutya Enyinto Ekuseni Ngaphandle Kwe Bacon n Eggs(Scrambled) :) Owakho umhlobo Ikhona Response Ka Tee : No.62 Gobodo Street Ikwezi T/ship Umtata 5099 Ikho Mhlobo Wam, Ndiyfumene ii Letter Yakho, Mamela Ke, Umqundu Wakho Uyeva?? Ndithi Umnqundu Wakho Senda Bunya Obo Bu Nawu-Nawu Bako Wenu, Ngoku Ke Masendakho, Ungaske Uyoz Qengqa, Noko Kunya Kweminye Imi Godo Ye Drain System, Siyevana?? Oh Mandiku Khumbuze, Ndithe Umqundu Wakho!! Ubabulise Bonke Ekhayeni :) Owakho Umhlobo Tee #Tltltl
Posted on: Fri, 14 Nov 2014 15:21:57 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015