Hey inzima indaba kwaye ibuhlungu bantu...kuthwa uKelly Khumalo - TopicsExpress



          

Hey inzima indaba kwaye ibuhlungu bantu...kuthwa uKelly Khumalo (late Senzo Meyiwas mistress)is heart broken bcoz ifamily yakwa Meyiwa ithi akamkelekanga esingcwabeni sika nyana wabo,bathi ke they are not accusing her ngokufa kuka Senzo bantu niyive kakuhle lento bt bathi ukuba ebengena affair no Kelly maybe ngesaphila,ngu Thixo oyaziyo keleyo.kuthwa ke wayenike u Kelly ired golf so namhlanje ziyolandwa ke iimoto neempahla zika mfana ka Meyiwa,umfazi u Mandisa uyohlala ematrasini azilele umyeni wakhe ngokwesintu.umtwana ka Kelly wamkelekile ngoba ke ngoka Senzo abanangxaki naye.uwhoo ndiyakuvela Kelly indoda ibhubhele ezandleni zakho kodwa awuzulibona ingcwaba layo,ibuhlungu bantu infact kubuhlungu macala i dnt blame anyone.....khanihlomleni nani bahlobo ndive uba niziva njani ngalenyewe.
Posted on: Thu, 30 Oct 2014 06:31:23 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015