Hi admin, ndicela undifihle nam. Ndicela uncedo nengcebiso esp - TopicsExpress



          

Hi admin, ndicela undifihle nam. Ndicela uncedo nengcebiso esp koo sisi. Ndili lady elina 25, ndiye ndanomtwana, ndithe emveni koba ndibelekile emva kwenyanga ezithile, xa sibibana no tata womntwana ebhedini I always pee on myself during the intercourse. @ first I thought ye nzwa kukuba ndagqibela kudala ulala naye kuba bendikwi martenity leave. Lento yaqhubeka for some couple of months. Bendibelekele kwi private hospital apho bendicinga mhlambi ikhona I mistake eye yabako. 2. Ndibeleke normal. Ndiyoyika nokuya koo gqirha kuba ndibanentloni ngalengxaki yam. My bf is very supportive kuyo yonke lento, kudala endicenga esithi masiye koo gqirha, ndithi sendivumile xakufika lamini ndithi gqi ne excuses. Ndiyacinga oba uzade adikwe naye ngoku.
Posted on: Mon, 26 Jan 2015 09:55:55 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015